UCR FM RADIO

UCR FM RADIO Official Page of UCR Fm. Broadcasting in IsiXhosa, English & SeSotho. Frequency: 97.0Mhz
(2)

17/01/2025

Friday talk Masithethe with LadyP

Kungcono umntu aqale ngendlu okanye imoto xa ephangela; ungaqala ngeyiphi wena? Sithini isizathu

17/01/2025

Happy Friday!!
Ukhona uLadyP kwi PowerTalk Show. Masivale iveki kamnandi

fans

Ngubani ohleli nam; ubiza bani omnye ahlale nathi?

17/01/2025

Umphefumlo

"Selani, ninxile, nihlanze, niwe, ningavuki ngenxa yekrele endilithumela phakathi kwenu," Utsho uYehova wemikhosi.

16/01/2025

:

When is the right time to take umfazi??


16/01/2025


📻📻

3-6pm Kunye no Onkes 💃💃🔥🔥🔥

Umamele uphi namhlanje ???
Biza ikasi lakho



16/01/2025

Topic:Yeyiphi into ongonoze umxolele kuyo umntwana kamama wakho, udade okanye ubhuti wakho?

Hlazo
Pulse

Ndihleli nabani. Lunch emnandi kubani?
16/01/2025

Ndihleli nabani. Lunch emnandi kubani?

SAKHA AMAKHAYA with Pastor Nyondo09:00 - 12:00 Live on your Station UCR FM 97.0 Mhz Studio Line082 092 0901For more info...
16/01/2025

SAKHA AMAKHAYA with Pastor Nyondo
09:00 - 12:00
Live on your Station UCR FM 97.0 Mhz

Studio Line
082 092 0901
For more info: www.unitracommunityradio.com

fans

Community Radio Station located in Mthatha, ZA. Our goal is to showcase radio shows and increase listenership among artists, businesses, and local municipalities. With a strong record of service delivery to the community.

16/01/2025

Umphefumlo

"Ndingambuyisela ngantoni na uYehova konke ukundiphatha kwakhe kakuhle?"

Quiet Storm no Lutho ka Mtukwane Tonight’s topic!!!Do people ever talk about inkolo namasiko nezinto abakholelwa kuzo in...
15/01/2025

Quiet Storm no Lutho ka Mtukwane

Tonight’s topic!!!

Do people ever talk about inkolo namasiko nezinto abakholelwa kuzo in their relationships? Wena would you date umntu onenkolo engafaniyo neyakho?

ku 082 092 0901

15/01/2025



Ugodusa bani namhlanje

15/01/2025

:

Ingaba kunyanzelekile umhloniphe umntu osebenza naye??
🤔🤔🤔


15/01/2025

Topic:Ninaye la mntu uzenza uMastandi emrentweni?

Hlazo
Pulse

15/01/2025

Ngubani ohleli nam. Lunch emnandi kubani?

Hlazo
Pulse
Day.

15/01/2025

Wednesday talk, masithethe
With Lady P

Uhlutshwa yintoni ngendlela yokuthuthwa kwabantwana besikolo, ingaske kungenziwa kanjani ngokunokwakho ukubona?
Studio line 0820920901

15/01/2025

HAPPY Wednesday from your LadyP on your Power Talk show

NDIHLELI NABANI Namhlanje, ubiza bani ozohlala nathi?

15/01/2025

Umphefumlo

"Bulelani kuYehova ngokuba elungile, ngokuba ingunaphakade inceba yakhe."

Sinqoba Ngendumiso with Pst Nyondo22:00 - 00:00 Tonight 🔥🔥Live on UCR FM 97.0 Mhz Masibulele kuYehovah kuba elungile ubu...
14/01/2025

Sinqoba Ngendumiso with Pst Nyondo
22:00 - 00:00 Tonight 🔥🔥
Live on UCR FM 97.0 Mhz

Masibulele kuYehovah kuba elungile ububele bakhe bungungunaphakade🙌🙌🙌🙌🙌

Studio Line
082 092 0901
For more Info: www.unitracommunityradio.com

fans

Community Radio Station located in Mthatha, ZA. Our goal is to showcase radio shows and increase listenership among artists, businesses, and local municipalities. With a strong record of service delivery to the community.

Address

Nelson Mandela Drive
Umtata
5099

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when UCR FM RADIO posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to UCR FM RADIO:

Videos

Share

Category