Amahlathi Fm

Amahlathi Fm Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Amahlathi Fm, Radio Station, Stutterheim.

Amahlathi FM,we will broadcast in Xhosa and English,We will give those who are needy the plartform to show case their talent,We will be the eyes,ears and voice of the people of Amahlathi.

16/12/2023

Mthandi nomlandeli we Amahlathi Fm,eli lixesha lokonwaba nosapho nabahlobo,ikwa lixesha apho kuye kwenzeke izinto ezimbi kuluntu,siyacela sileliziko nizigade ukuze nakunyaka ka 2024 sonwabe kunye,Amahlathi Fm "See the Light".

18/11/2023

Alex Nguta

18/11/2023
18/11/2023

Amahlathi fm live Mlungisi Location

18/11/2023

We are live at Mlungisi Location Stutterheim

18/11/2023

Amahlathi FM siLive eKhayelitsha Ecumakala . Street Radio.

28/10/2023

Masithathe elithuba sivuyisane neqela lombhoxo loMzantsi Afrika,sitsho sithi ibuyile nilwile badlali,balandeli,nabaphathi jikelele,kuhle ukubona ilizwe limoya mnye limanyene ngazwinye,akubanga lula kodwa iCamagu livumile.

Nantso ibhola ikuwe dlala.
23/08/2023

Nantso ibhola ikuwe dlala.

22/08/2023

Isaziso kumthandi we art,nge 6 kuSeptember uArts and Culture uzakube ene auditions kwa Mlungisi eholweni apha eStutterheim,ixesha lakubuya laziswe.

31/07/2023

Nasi isilumnkiso,niyacelwa ukuba ninxibise abantwana shushu kuba iqondo eliphezulu namhlanje liphantsi ngu 12%

30/07/2023

Umhlangano apho bekucinywa idangatye lomlo wabantwana abang'amakhwenkwe uye waba yimpumelelo,apho bekukho abantwana,abazali,Amapolisa uCeba weward yakwa 15,kunye neCenyu Commuity forum,baye badityaniswa abantwana kufunwa unobangela nentsusa yedabi eli nalapho kuye kwakho nabathe bahlatywa, "bathe abazali kwanele ayizokwazi ilokishi nezinkolo ukuba yindawo yempalalo gazi".

17/07/2023

Molweni bahlali base Cumakala sisi khululo sokuhlala siye safumanisa ukuba izinga lobugebenga landile kwiDolophu yethu,sinesicelo sokuba zonke ioganisation neecompany ezikhoyo sikhe sibe nomhlangano kwiveki ezayo,imiba ephambili yicrime eyenzeka eCumakala eTown,ekwesbini kukuba siqulunqe iqembu loonogada bokuhlala/neighbourhood watch ngesiXhosa saphesheya,sibe nemngcelele woxolo wepakcards simeme amaphepha netivi sime kuN6 ecaleni ukuze kubonakale asihambisani nobugxwayiba esikubo,apho imatshi izophelela khona kuse Police Stasie siyonika abaphathi amaxwebhu ethu nesigqibe kuko singuMzi waseCumakala,sile liziko siyakhathala ngekamva labantwana bethu,enkosi!!!

Namhlanje kwi "Emakhaya Podcast" sakube sihleli nombhali wencwadi uNtombozuko  Matshamba esitshambazela ngesakhono sosib...
15/07/2023

Namhlanje kwi "Emakhaya Podcast" sakube sihleli nombhali wencwadi uNtombozuko Matshamba esitshambazela ngesakhono sosiba lwakhe!

Isiqendu sethu sokuqala siyi "Emakhaya Podcast siye saba yimpumelelo,sithanda ubulela uMama uNosiphiwo Dyosi uMamfene,uM...
14/07/2023

Isiqendu sethu sokuqala siyi "Emakhaya Podcast siye saba yimpumelelo,sithanda ubulela uMama uNosiphiwo Dyosi uMamfene,uMama wayesebenza kwaTeba,kulapho oTata obhuti nabantakwethu babebhalisa bekwaqeshwa khona ukuze balishiye ikhaya bayozama eGoli eMigodini,siyeza kuwe kutiktok ufacebook noyutube.

14/07/2023

Bayakhala abahlali base Mlungisi Location ngengxaki yombane othi umnke ungaze wabuya,bambi bonakalelwa kukutya nazizinto zabo zombane.

Address

Stutterheim
4930

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Amahlathi Fm posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Videos

Share

Category


Other Stutterheim media companies

Show All