Vuka Ukhanye on Lukhanji Fm

Vuka Ukhanye on Lukhanji Fm Gospel Talk Show on Sunday Mornings from 6:00am - 9:00am We explore the Scriptures and apply them in a way that is relevant to our community.

We bring you news in a Christian viewpoint and also, we also read announcements. We interview local & national gospel artists. We address challenges faced by parents of today.

Molweni bangcwele. Namhlanje lo kaTamba uyiqhuba lenkqubo okokugqibela lenkqubo ngokuba ndisabele ubizo kwenye indawo Nd...
24/03/2024

Molweni bangcwele. Namhlanje lo kaTamba uyiqhuba lenkqubo okokugqibela lenkqubo ngokuba ndisabele ubizo kwenye indawo Ndibulela kakhulu ngenkxaso kuleminyaka yonke. Yanga uThixo anganani nonke. Niqhubeke niyixhasa lenkqubo.
Ndinithanda kakhulu👏❤️

17/03/2024

Hee ke mkhonzi ulungileyo, ngokuba waba nokuthembeka entweni encinana, yiba negunya kwimizi elishumi. Luka 19: 17

Wangena wayibamba ngesandla, yaza yavuka intombazana leyo Mat 9:25
14/01/2024

Wangena wayibamba ngesandla, yaza yavuka intombazana leyo Mat 9:25

07/01/2024

Isaya 43:2 Xa uthi uwele emanzini, akasayi kukuntywilisela...

Happy New Year kuni nonke

15/10/2023

Ukuba uban unishumayeza iindaba ezilungileyo ezinxamnye nezo nazamkelayo, makasingelwe phantsi - Gal 1:9.

24/09/2023

A Blessed Heritage Day
Dear listeners.

Happiest of birthdays to my daughter Aza. UThixo akusikelele. Uyintsikelelo enkulu kwelikhaya❤️❤️❤️
17/09/2023

Happiest of birthdays to my daughter Aza. UThixo akusikelele. Uyintsikelelo enkulu kwelikhaya❤️❤️❤️

17/09/2023

Jn 2:5 Asukuba ekuthetha kuni kwenzeni.

Ngubani na ongasindiswayo? Luka 18:26Uphendulwa kanjani lombuzo?
03/09/2023

Ngubani na ongasindiswayo? Luka 18:26
Uphendulwa kanjani lombuzo?

27/08/2023

IMIZEKELISO 31:30
Bubuxoki ubuhle, ngamampunge ubunzwakazi; Ngumfazi owoyika uYehova yedwa oya kudunyiswa.

16/07/2023

Livakalise ilizwi, zingisa ukwenjenjalo ngamathuba alungileyo naxakekileyo II Tim 4:2

09/07/2023

Thabita vuka IZenzo 9:40

18/06/2023

Happy Father's day kubo bonke ootata.
U
nganqwenelela utata wakho apha.

18/06/2023

Nkosi, singa singabona uYesu Yohane 12:21

11/06/2023

Ndavuya bakuthi k*m masiye endlwini kaYehova Ps 122:1

21/05/2023

Philela ukuzukisa Yena

21/05/2023
14/05/2023

Happy Mother's Day kubo bonke oomama iNkosi inisikelele

Address

Queenstown

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Vuka Ukhanye on Lukhanji Fm posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Vuka Ukhanye on Lukhanji Fm:

Videos

Share

Category