Nkqubela FM

Nkqubela FM Nelson Mandela Bayโ€™s progressive station with over 243 000 listeners. Broadcasting on 97.0MHz

15/01/2025

B A C K T O S C H O O L !

Kuvulwe izikolo today, mzali what wishes do you have for umntana wakho?

๐Ÿ“ฑWhatsApp VN | 062 358 8001


15/01/2025




H A P P Y W E D N E S D A Y !

M O L O W E T H U , U N J A N I ?

Welcome to 97 Drive, we are together until 18:00

๐Ÿ“ฑWhatsApp VN | 062 358 8001

15/01/2025



Ziintoni izinto okanye iimeko eziye zenze zinyanzele umntu enze into okanye izinto angazifuniyo?....

Vn:0623588001

15/01/2025

Injani ifirst day yabo esikolweni to a different grade ,ndifike kwa grade Rr kulilwa abantu bafuna oomama babo bethunana?..๐Ÿคญ๐Ÿคญ๐Ÿคญ

Vn:0623588001

15/01/2025

Helloooow!!!๐Ÿ’ž๐Ÿค—๐Ÿ˜
Happy Wednesday!!!

Hiiiii sthandwa unjani umamele uphi namhlanje?....

Vn:0623588001


The Brunch with MsTee Nyawombi from 09h00 to 12h00 weekdays Tune in for a beautiful show today.09h40: Chef Nolu Johnson:...
15/01/2025

The Brunch with MsTee Nyawombi from 09h00 to 12h00 weekdays

Tune in for a beautiful show today.

09h40: Chef Nolu Johnson: Back to school lunchbox
10h40: Nodumo Toyi (ILDA): Back to school

Wawukhera malini eskolweni, usitya ntoni wena eskolweni?

Whatsapp 062 3588 001

https://iono.fm/s/267

It's a brand new day.....



  May this school year be your best one yet, filled with growth, learning, and fun.
15/01/2025

May this school year be your best one yet, filled with growth, learning, and fun.

15/01/2025

QUESTION OF THE DAY

Namhlanje yi Humanitarian Day, elusuku lobuntu. Wena yintoni le ngawe ekwenza uzobone ungumntu onobuntu?๐Ÿค”

15/01/2025

Sibhiyozela usuku lokuzalwa lukabani ngale 15 ka Jan?

15/01/2025

WHICH ONE IS YOUR SHOWER SONG

Richard Jon Smith - I need you
Ricardo - I love you daddy

15/01/2025

Happy wednesday ๐ŸŽ‰๐ŸŽ‰๐ŸŽŠ๐ŸŽŠ๐Ÿ’ฏ๐Ÿ’ฏ Welcome to Pure Gold Breakfast with Thera Mboza ๐Ÿ“ป๐Ÿ“ปโค๏ธ๐Ÿ’ฏ

Uvuka nathi uphi namhlanje?

14/01/2025

D Y U L U K U D U

Bhalis'ikasi lakho!

Umamele uphi vandag?๐Ÿ“ป

๐Ÿ“ฒ WhatsApp | 062 358 8001

14/01/2025

Singabantu we are always stressed zizinto ezenzekayo in our daily lives.

Ngeyiphi eyona advice owakhe wayifumana about managing your stress yakusebenzela? ๐Ÿ“ป

๐Ÿ“ฒ WhatsApp | 062 358 8001

14/01/2025

9 7 D R I V E

Welcome to no Anganathi Thomas

It's a happy Tuesday :

Ngeyiphi into okhetha ukuyeka ukuyenza kulo nyaka?

๐Ÿ“ฒ WhatsApp | 062 358 8001

14/01/2025

Xa kusithiwa '' isiziba siviwa ngodondolo'' kuthethwa ntoni

Khetha apha:-

1.khawuleza uleqise entweni oyenzayo
2. Phonononga iingcinga zakho phambi kokuziposa entweni?
3. Yenza ngendlela ova ngayo nobona ngayo

Vn-0623588001

14/01/2025

Molweeeeni ๐Ÿค—๐ŸŒผ
Happy Tuesday!!!

to matriculants 2024!!!!๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒ

Mention umntwana omaziyo obesenza iMatric last year ndimkhwaze๐Ÿค—
Haaalaaaalaaa!!!๐Ÿ•บ๐Ÿ•บ๐Ÿ•บ

Utsho unjani namhlanje umamele niphi?....

Vn:0623588001


Congratulations to the class of 2024 for achieving 87.3% pass rate. Also, a huge congratulations to the Eastern Cape & N...
14/01/2025

Congratulations to the class of 2024 for achieving 87.3% pass rate. Also, a huge congratulations to the Eastern Cape & Nelson Mandela Bay class of 2024 for achieving an impressive 84,9% & 86.7% pass rate respectively. Sithi halala!

Nelson Mandela Bay Municipality Eastern Cape Department of Education

The Brunch with MsTee Nyawombi from 09h00 to 12h00 weekdays Tune in for a beautiful show today.09h40: Khosi Netnou : Bac...
14/01/2025

The Brunch with MsTee Nyawombi from 09h00 to 12h00 weekdays

Tune in for a beautiful show today.

09h40: Khosi Netnou : Back to school with. Umphanda Foundation for Autism
10h40: Melissa Malambile : Vision Board

I choose you, wena ukhetha bani?

Whatsapp 062 3588 001

https://iono.fm/s/267

It's a brand new day.....



Address

Shop 11, Ziyabuya Shopping Complex
Nelson Mandela Bay
6201

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Nkqubela FM posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Videos

Share

Category