15/02/2025
Molweni kwakhona❤, ndibulele kwakhona ningenile kulo nyaka umtsha sithembe uyokozela amathamsanqa ndinga phozisanga maseko njengoba bendikhe ndanqaba kwezo mculo ngenxaye meko zakhona kodwa ndikwazile ukuziva izikhalo zenu kwaye ndifuna ukuxolisa nge EP End Of Month nge 28 Happy valaza❤.