The Content w/ Kwanda Matiwane

The Content w/ Kwanda Matiwane Kwanda Matiwane is the content creator. Enye nenye yimbali This is the page that showcases the prestige of poetry.

Xhosa poems not forgetting English Poems to the diverse audience and to tell you the truth, these are the self-written poems

The Writer

I am the only Lady Frere born person to go online in three

✔️🕖22-12-2024
22/12/2024

✔️🕖
22-12-2024

🌊08-12-2024
08/12/2024

🌊

08-12-2024

05/01/2024

Ey niyathetha kamandi ngomntu ngathi uswelekile ❤️🙏
I saw all the messages and the comments kla post yam ka happy birthday- I just reacted I couldn't reply one by one because they're so amazing to receive a reply or ndiswele amazwi wokuphendula...Enye ke yi network yaselalin iyandibetha💔

Klo Facebook I've created friends, siblings and also have abantwana endibathiya funny 🤣 - Thank you all for the wishes, I'll always credit uChrist kuyo yonke into because He was with me wandikhusela wandisebenzisa ekuben ndimaz umntu, and do not judge them. Abanye abantu batshintsha from ekwenzen izinto ezimbi by i character yomntu entle. I'm not saying ndine character entle kutsho nina 🤣🤣❤️.

I pray that ndingaze ndi mislead nina or abantwana benu, if ndenza njalo guys please nindikrwece ecalen..kuba ndiyabona I was born to serve.. NINDITHANDEZELE please

Thank you marn ❤️❤️🙏

04/01/2024

Another year added ❤️🎁

Blessed birthday to me

NDIZOPOPA

Molweni bakhaya kuza ilixa lika Disemba kwabo badinga imoto zokuhla unyana wenu ukhona. .Nemithwalo siyayilayisha  Weste...
12/12/2023

Molweni bakhaya kuza ilixa lika Disemba kwabo badinga imoto zokuhla unyana wenu ukhona. .
Nemithwalo siyayilayisha

Western Cape to Eastern Cape
EC to WC
EC to Gauteng
GP to EC

Silayisha ezindawo zingezantsi

Ntabethemba,
Thornhill,
Zola
Sada,
Mallbright
Zibeleni,
Ndlovukazi
Komani,
Qoqodala
Vaalbank,
Mgqukhwebe,.
Mackysneck wonke ,
MAthyantya wonke,
Cacadu,
iDophu,
eBomeni,
Ncalikeni,
Ngqanda,
Trust,
Percy,
Zingqolo,
Ngcuka,
Ntlalontle,
Hala 1 and 2
Ndonga,
Askeaton,
Seplan,
Maqhashu,
Bengu, zonke indawo ezingqungwe yi Lady Frere nendingazikhankanyanga,

Sharists ndicela niyisakaze ifikelele kubakhaya🛬🙏🏾
Siyamdumisa Asanda Kilani 062 303 8311
Awethu Kilani 063 039 2592
Siphesihle Kilani 073 491 0639
wabantu🦇🛬 share share share.........

Address

Maqhashu
Lady Frere
5410

Opening Hours

Monday 09:00 - 17:00
Tuesday 09:00 - 17:00
Wednesday 09:00 - 17:00
Thursday 09:00 - 17:00
Friday 09:00 - 17:00
Saturday 09:00 - 17:00
Sunday 14:00 - 17:00

Telephone

+27817995503

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when The Content w/ Kwanda Matiwane posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to The Content w/ Kwanda Matiwane:

Share