Nkosinathi Nkoh Qwakaza Official

Nkosinathi Nkoh Qwakaza Official Book me here on this page 🙏

23/07/2023

ATTENTION!!!
Ingaba wenze izifundo ze PUBLIC RELATIONS kwaye udinga practical ukuze graduate ufumane diploma yakho?
Sukubane xhala wena sikhona ukuze sincedisane nawe.
I-INAKO MEDIA ikhangela abantu abayi 5 (2 boys & 3 girls) abadinga ukuncediswa Ku practical.

They will perform the following duties :
Marketing communications Research Advertising our business Publicise our business Sales promotions Organising special events Media relations Written and verbal communications Management of programs General liaison

Opening date : 20/07/2023
Closing date : 26/07/2023

NO STIPEND

Don't forget to bring the requesting letter you got from the institution

Our address:
312 Winza building
Mthatha

For more information:
Inbox us or WhatsApp: 0739271386
Email address: [email protected]

Ndiyazithoba ukuba nindivotele kangangoko ninako njengoko ndi nominated kwi Mama Provincial awards..xa ungakwaz kuvota u...
27/06/2023

Ndiyazithoba ukuba nindivotele kangangoko ninako njengoko ndi nominated kwi Mama Provincial awards..xa ungakwaz kuvota ungandithumelela airtime Ku 0719097733 ndivote egameni lakho🙏

Ndingowenu mzontsundu😭😭🤦

25/01/2023

Xa uvuka nje ndirhalela ukuthetha lamazwi kuwe, ndicela uwathathele ingqalelo🙏

Siphuma kumakhaya athile siphuma neenfundiso ezohlukeneyo kodwa sithi sakudibana noontangandini isuke ilahleke imfundiso yekhaya🤦‍♂️

Namhlanje ndizoyala ndizonqwanqwada sime ngento ethi singobhuti nosisi babantu Bambi ngabazali babantu, xa uzothi emntaneni utywala bu.wrongo ube wena ubutya uthi mntana makakukholwe njani? ,xa uzothi apha ekhaya wonke umntana walapha makabethe 6 late eseyadini ube wena uhamba ubuye ngomso uthi abantwana mabafunde nton?
Hay kakubi guys andilwanga but izinto esizenzayo zizo ezi affecter abantu abajonge kuthi

Morning guys

13/01/2023

Ziyaduma

Namhlanje ziyaqala registrations ngo 10:00 - 11:30 eZimbane valley eMthatha ungaphoswa ke
13/01/2023

Namhlanje ziyaqala registrations ngo 10:00 - 11:30 eZimbane valley eMthatha ungaphoswa ke

23/11/2022

Please search INAKO MEDIA and like the page 🙏🙏🙏

07/10/2022

Ningaphoswa namhlanje bethuna sizobe sihleli ne Super masters from 12-3 eMini maqanda kwi INGWANE FM IZIKO LAM IZIKO LAKHO 90.6/104.5 MHz

02/10/2022

Nilale kamnandi guys I love you all♥️♥️❤️

13/09/2022

May our God bless you ❤️❤️🙌

16/08/2022

Never forget your background 😍🙏

11/08/2022
09/08/2022

Happy women's day kulo lonke inina loMzantsi Africa❤️🤗

07/08/2022

Ibinjani weekend yenu bahlobo bam 😍?

03/08/2022

Xa ucinga yinton eyenza abantu bahambele kude kunawe?

03/08/2022

Kuqale kubemnyama phambi koba kukhanye yaz lento ubunzima okubo ngalomzuzu buyedlula nyamezela nawe uzophumelela❤️

01/08/2022

Bahlobo bam sinedinga ngomso ekuseni ngo 3 kula nkqubo ithi Masivukeni Mawethu kwi INGWANE FM ❤️🔥👌

31/07/2022

Nilale kahle bahlobo bam😍 🙏

29/07/2022

Ndiphakamisela amehlo am kuwe Msindisi nguwe ithemba lam elingunaphakade 🙌🙌🙏

23/07/2022

Happy Saturday guys ❤️❤️

Ungaphoswa ke 🙏 this Friday will chatting with Liyanqaba kwi INGWANE FM ❤️🔥👌
18/07/2022

Ungaphoswa ke 🙏 this Friday will chatting with Liyanqaba kwi INGWANE FM ❤️🔥👌

16/07/2022

Izikhuntyu💵 zam zingenile ufuna malini ndikuphe?😂

With my Pastor in church ❤️❤️
13/07/2022

With my Pastor in church ❤️❤️

12/07/2022

Let's do Jazz Experience ngo 21:00-00:00 kwi INGWANE FM

06/07/2022

ICEBO LEZULU
UKHONZA NAM UPHI WENA?
FM

05/07/2022


Ngubani othi ukhona enkqubeni?

05/07/2022


Ngubani othi uvuke nathi namhlanje?
Sms 079 094 3639

04/07/2022


UPHULAPHULE UPHI MPHURA?

01/07/2022


Uvuke nathi uphi Mphura?
.6/104.5MHZ

29/06/2022

ICEBO LEZULU
Ngobani esikhonza nabo ebusuku?
.6/104.5MHZ
Studio line: 072 645 9964

28/06/2022

EXPERIENCE
NGOBANI ABAKHONA ENKQUBENI?
FM

Address

Hillcrest

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Nkosinathi Nkoh Qwakaza Official posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Nkosinathi Nkoh Qwakaza Official:

Videos

Share

Category

Nearby media companies


Other DJs in Hillcrest

Show All

You may also like