Kumkani FM

Kumkani FM A community radio station that aims to uplift our local community, local artists and businesses. We aim to provide them with exposure in order to uplift them.
(2)

This is why we are known as "The voice of hustlers". Radio frequency: 95.8 Mhz

Live stream at: https://iono.fm/s/137

26/12/2025


Yintoni lanto yakhe yachukumise intliziyo yakho owakhe wayifumana xa ukhwele taxi?

Whatsapp:072 034 4866

26/12/2025



Xa umntu esithi kuwe kufuneka sithethile, uye uthini?
1.uvele uphole
2. uvele ube nencinga ezininzi
3. uvele uthi kwenzeka ntoni

Whatsapp:072 034 4866

26/12/2025



Question: Ibinjani Christmas yakho?

Whatsapp:072 034 4866

 Its friday!! Masivukeni usimamele uphi wena?Whatsapp: 072 034 4866
26/12/2025


Its friday!! Masivukeni usimamele uphi wena?

Whatsapp: 072 034 4866

26/12/2025

THE REAL MORNING EXPERIENCE WITH SIMA

25/12/2025

ufuna ukuthi mini emnandi kubani

25/12/2025

would you rather spend xmas with your family or your baby

25/12/2025

khawutsho uzokwenzani namhlanje

25/12/2025

morning and merry xmas uphi wenzani

25/12/2025



Xa ninonke kowenu nihleli nisitya. wena ungomphi?

1. lo ugqiba kuqala ukutya
2. uthetha kakhulu
3. uyohlamba izitya
4. uvele uhambe

whatsapp:072 034 4866

25/12/2025



ngubani ozalwayo namhlanje?

Whatsapp:072 034 4866

25/12/2025



Ngaba wena okanye umntu omaziyo wakhe wangena engxakini yezomthetho ngexesha leeholide ngenxa yokungazi amalungelo akhe?

Whatsapp:072 034 4866

Address

39988 Shakespeare Road Scenery Park Phase 2
East London
5201

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Kumkani FM posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Kumkani FM:

Share

Category