01/05/2021
Title: Ndikhule Ndiphanda .
Artist: Blaq Empire De Rapper.
Ndikhule Ndiphanda {x3}
Abanye Bendigxeka(3) .
Verse*1.
________ Goes like this.
Yah Ndikhule kungekho mntu β€οΈπondifunayo .
Ngekhe ndithembe umntu , impilo yam yaqhubeka , kumele π€ ndivuke Ndiphandeππukuze ndilale ndidlile .
Ndiphushe umculo wam πΆποΈ, ndayazi ndizophumelela , πππndithandaza uthixo
Ophilayo , yaye ndiyamthemba , ngamaxesha onke, uzondivikela , Ohw Sisi wam nawe Bhuti cela , ππningakhathazeki , ndizoyiphelisa indlala ,sekudala nam ndimane , ndikhala .
Lana ameva zowabangula ππ€ππndiyanithembisa .
Verse 2 .
Sekudala nam ndimane ndiphusha , πΆyazi phupha lam ngathi liphelela endleleni πππ.
Earch & Everyday thandaza inkosi π€ππ.
Ndicela impumelelo , ngaba somandla ndone Bani , okanye ndenze ntoni .
Uthando ebantwini selwaphele ,kugcwele inkohlakalo yodwa .
Namadlozu cela andivikele , oo Dzana , cela bandibonise indlela, ngoba ndiyazamaπππ ngapha, akuzameki , kutheni Nah ππ€ ndikhala ndodwa , banye abantu bayaphumelela bona _ nam ndizphusha nakanjani ππ.
It's your boy Empire/ Blaq Empire De Rapper.
2k21music ποΈποΈπΆππ€π.
music