![ISIMEMOBahlali aba bekekileyo jikelele ngakumbi kwizigqithi ezi ngqange Ncerha Village, niyamenywa kumnyadala ozobe uban...](https://img5.medioq.com/357/315/1152297083573158.jpg)
27/01/2025
ISIMEMO
Bahlali aba bekekileyo jikelele ngakumbi kwizigqithi ezi ngqange Ncerha Village, niyamenywa kumnyadala ozobe ubanjelwe kwindawo yakwa Bhora's Place oyakuba usenziwa liqembu le Focustainment.
Imvumi enkulu eyakube ikhona okanye usoma bhizinisi noma umlandeli webhola ekhatywayo eqembu le KAIZER CHIEFS uyakube ebhiyoza nabo bonke abahlali noma abalandeli o abathandi bomculo ngohla ka 29 February 2025, imininigwane ethe vetshe buka isi bhengezo esi singe zanti.
Siyakuthanda uku nisasaze esisi bhengezo noma isimemo kuwo wonke umntu enkosi.
Niphathe imfonomfono ezise mgagathweni nizokwazi ukuthatha izinephu ezise mgangathweni nemvumi zenu.
Siyakuvuyiswa bubukho benu.
Ozithobileyo
Manejara