19/05/2024
Me VS umfo owatyeba ngamandla am ogqiba andafumana necent emdaka.So kungo2010 June sidibana eGcuwa noFiola ndiyolungisa icomputer yam kwindawo ababesebenza kuyo,eBP garage ,sincokole andixelele ngeservice ayenzayo yeStudent card qha ngoku sebesohlulwa yicompany yamandiya ekuthwa nguprestige yaseDurban,ndithi kuye ukuba ndingafumanela itender icut yam izobayimalini ,athi yena soya 50/50 yena uzothenga iplain cards mna ndithenge ezanhanger ,so kuba kungoJune ndiqonde sekulate ndizoqala ngoJanuary,come January 2011ndiqale ndinge izikolo zaseNqamakwe,iUpper Mtwaku.J S.S,Lukhanyiso.J.S.S ,iKwasa.EMS neNomaheya,but kuzo zonke yaba yiKwasa yodwa ebonisa umdla,with 500 kids student card sibiza R25 so sasizokwenza R12500,so ndamfonela uFiola uba aze sisebenze kuba sekuvunyiwe apha nguprincipal alibazise lomfo,noprincipal ke uvuma kuba esazi ifani yam uthi wayedlala. niMalume wam irugby eBlythshood ,Ndathi ke ndiphinda ndisiya eKwasa ndiyoconfirmer imini esizoya ngayo ndafika uPrincipal sendibonisa isample yepackage kaPristege bona baincluder icalender,ipicture yeclass Half card yestudent and student card ngeR35 qha wathi ke uprincipal waseKwasa nawe uyazibonela.Ndafonela uFiola ndimxelela uba siluzile but makangaworry ,ndavuka ndayaeCofimvaba ndangena eGoodHope,Cofimvaba High,Cofimvaba Village and ST James,ndafika kuzo zonke sefikile uPrestige nePackage yakhe but ke Luckily eSt James ,deputy principal uMam Pika(RIP) wayengumngani kaMama so wathi abaseDurban eDurban sithatha leyenu iservice ,ndaxelela uFiola we set up the date which was i7Febuary the same date kwak*mele ndiqala ngayo esikolweni eIkhala TVET but ndayincama ifirst day yam eCollege bandifuna ufika ndinecent nyana.Wakhwela uFiola sadibana eNqamakwe ngakwaPep,sayibamba iTaxi eyaeCofimvaba safika eST James but ngelishwa grade10 and 11 babeshooter iIDs that day so only grade12 about 200 studends babeready for ukushooter then kwacaba uFiola uyaleya elanani ,sabuyela back singasebenzanga xa ndizakwehla mna eNqamakwe wathi uFiola uphelwe yimali ,ndambhaatalela ukusuka eNqamakwe ukuya eGcuwa.ngengomso ke ndiyoqala eIKhala TVET eKomani .ndafika eKomani ,ndazama eIKhala ukupresenter ,through uTa Luja owayeyiLecture kwiMain Campus eZibebeleni ndakwazi ubandidibane neCampus head ndipresenter ,after a week ndafumana icall kwathiwa mandenze quotation yabantwana abayiR2000 ,ndamfowunela uFiola wayithumela ngeFax ndayisa ezibeleneni ,kwahlaleka kuthulekile ndathi ngenye imini ndiphuma kwiclass yeElectronics ndadibana noTa Luja ezobona iLecturer yethu wathi k*m izokwenziwa nextyear le service yethu generalized meaning all five campuses ,nyani 2012 it materialized,the tender yayingaphezulu kweR100000 coz kwiQTN campus alone sasingaphezulu kwe1000 inani lethu singabafundi,and istudent card sibiza R25 per student ,so more than R25000 in one campus and the were four more campuses. Fiola sagqibelana esithi after iQTN campus uyasaya kwenzinye,iCampus masidibane ngeholiday sikaMarch xandigodukile ,nyani ke ngoMarch ndiyamfonela uFiola akasafumaneki ,ndithe xa ndimfonela selibele ngo2013 around August ,wathi uxolele ukubhatala igqwetha ,ndikuxelela uba wathenga iBantam ,wavula internet Cafe eMsobomvu ,ngoku uPrinter iskipha neMugga kucentane ,abamaziyo u@Fiola Faola Jack mazini uba watyeba njani kodwa imini yakhe inye.