๐Œ๐ข๐๐จ ๐“๐•

๐Œ๐ข๐๐จ ๐“๐• ๐Ÿ“บ๐ŸŽฅ๐Ÿ’ป๐Ÿ“ธ๐Ÿ—ž๐ŸŽ™๐ŸŽฌ๐ŸŽค๐Ÿ”Š

M.tv is our community's own TV channel. We show local news, events, and stories. https://www.instagram.com/_midotv?igsh=MXM4cTl3aHVpa3Ftbw==

We also feature talented people from our area and highlight community projects.

08/01/2025

Insert 1

Kunge 24 Decembe silinde abazali bethu konwatyiwe k*mnand siyacleaner sinoSnazo

Makhulu: yhee bantwanandin senigqibile ukusinda nalibala kukuhleka into engapheliyo ?

Thina: hay makhulu sesizogqiba

Ummo wakhe umakhulu ngumntu othanda kungxola Kodwa sesamqhela Katrina
Snazo: yhe mntase ukb bangangabuyi kade umama bethu singathin ngechristmas ๐Ÿค”๐Ÿค”

Mna : yhooo mntase ngeke ndiye kwakulo christmas yen ndinganxiban abanye begqumza๐Ÿ™†โ€โ™‚๏ธ๐Ÿ™†โ€โ™‚๏ธ

Snazo: phofu mandingacing lonto klk bebetshilo ukb bayabuza

Mna :(ndikob'festilen )yhee mntase nantsiya imoto isiza๐Ÿ˜†๐Ÿ˜†

Snazo :๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒyhooo inoba kuleya ngqoo

Mna :(ndikhwaza) makhulu sisaya Estopin kunemoto eqhamka PHA

Makhulu :esoluka ukhukho lakhe)hambani nekiriva nizoyidinga

Mna:ok mah ๐Ÿ˜‚

Yhoooo ๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒnyan sithe xa sifika estopin yabe isima imoto yhooo asavuya noSnazo ngeloxesha uKwanele noSiphe basekoluseni bona

Mama :haibo navuya kangaka benicinga asibuyi na?

THINA: hay ntonje besinexhala lempahla zechrismas ..

Makaz :oh eyonanto ikhunjulwayo apha zimpahla hay thina kunzima nosanga oku....
Yhoooo asabinentloni emvakoko sabanga mntakabawo sathutha zonke izinto sahamba ndithi kuyimincili kuthi sibuyelwe...sethi sifika nje sabe silinganisa iimpahla zethu kuyilomincili sana๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒndithi wena zibhlukhwe zikipa netakkie phofu siyafaniselana

Konwatywa ke ekhaya kwamnand kwyilonto salala phofu ndiyaguqu guquka apha eznguben ingathi akude kuse yerr

Kuthe kwakusa savuka sacleaner kwabetha umoya ke imbiza bingayoyethu sana ๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒ

Plz guys
Like
Comment
Nd share i love you babies โคโคโค

07/01/2025

Hi everyone! ๐ŸŒŸ You can support me by sending Stars - they help me earn money to keep making content you love.

Whenever you see the Stars icon, you can send me Stars!

Big shout out to my newest top fans! ๐Ÿ’Ž Siisiipho MaQengeba Gomfa, Sindiswa Maneli, Mavuyi Mamxesibe Walu Walu, Bongeka S...
07/01/2025

Big shout out to my newest top fans! ๐Ÿ’Ž Siisiipho MaQengeba Gomfa, Sindiswa Maneli, Mavuyi Mamxesibe Walu Walu, Bongeka Sifile, Nants'Lentomb Yamabhele, Athawe Lodwa, Izibele Alwaba, Nzally Awonke, Lungie Dlamini Dlรขmรฉรขล„, Nocamagu Nomha Mamia Totongwane, Hlathi Lica, Maka Endy Golela, Nosip Malangeni, Zintle Nangamso Magazi, Harriet Tunyiswa Banis, Siphokazi Makinana, Zenzile Ntokozo

Drop a comment to welcome them to our community,

06/01/2025

Ndibone Somalia clinic 2day"zandile,asemahle, asiphe,amanda, olwethu, mhle umsebenzi oniwenzayo gyz ๐Ÿ˜œ๐Ÿ˜œ๐Ÿ˜œ๐Ÿ˜œ

03/01/2025

Kuyacaca nibuyile ngoku, idrainer ziblock(ile)

30/12/2024

Hi I hope uright.. Maybe ndibhalela umntu owrong lemessage but ndibethwa kuxakwa shameโ€ฆI need help, I am going through financial crisis something I never thought ingandehlela. I resigned from my last job kuba ndifuna ufunda ndizifundele ngemali yam ngoAugust last year. I invested imali kanti itโ€™s a scam yaphela emhlweni. Couldnโ€™t go to school and found myself jobless. Ndangenga ematyaleni trying to maintain iStandard sam kuba ndingafuni uhlazeka only realised sekulate and deep in debt uba my life is turning into a nightmare. Recently got a permanent job apha ngoSept eRehab centre in Plumstead and shame I am really trying to make ends meet on daily basis. I tried applying for zonke iloan and I donโ€™t qualify, akhomntu ndingamzamanga to get out of leSituation but when days are dark friends and family are really few bethuna but I canโ€™t be angry at people for not helping me out ngeSituation Iโ€™ve put myself kuyo ngokwam. I just need recommendations maybe abantu ababolekisa ngemali ezinkulu but I can only pay them on a monthly basis I donโ€™t mind noba ingangu100% lonzala yabo as long mna ndizobe ndijongene nabo only. I can meet up nalomntu anywhere angandizela endlini, show them where I live, work and everything. Iโ€™ll do anything for ukuphuma kulesituation ndikuyo shame because kubuhlungu everyday. Zange ndayicinga I would be writing on FB asking for help ebantwini thatโ€™s how bad the situation is. Please help me if you can thanksโ€ฆ๐Ÿ™๐Ÿผ can you please post this for me maybe umntu who can help me is on your wall..๐Ÿ˜”๐Ÿ™๐Ÿผ

30/12/2024

PART 8

Mntana ndathi ndifika egumbinni uyakhala ufuna uncancibele ndamthatha ndiqaqanjelwa njalo ndaya naye efront ndandisithi xa ndifuna uhlala naye phantsi ndive kubuhlungu ngaphantsi ndandisima ngenyawo xa ndimncancisa. Ndathi xa ndigqibo mncancisa ndiphinde ndom beka ebhedini yakhe aze k*m lomfana esithi ulambile mandimphekele ndibe ndinga kwazi nok*ma kakuhle ndineentlungu

Ndandimxelela uba ndiyaqaqanjelwa andityhale ndowa pgantsi athi k*m ndiyonqena gqithi andishiye ndileli phantsi ndoyiswe nokuphakama ndirhuqe ukuya egumbini lo lala ndikhangele ibhegi yam ndilhuphe ipilisi zam zentlungu ndisele zona, angene lomfana aze k*m abuze ndikhaliswa yintoni ngoku ndimxelele uba ndiyaqaqanjelwa athi k*m ndiyamdika mandihambe ndolala nomntana kwelinye igumbi

Wayendikhupha endityhala uba mandihambe ndolala kwelinye icala, nam ndihambe ndolala nomntana wam. Kwasa ke kwasekuseni waza k*m esithi kuzafika itshomi zakhe mandihlale nomntana ndingaphumi kweligumbi ndikulo kude kuhambe itshomi zakhe ndathi kuye ndicela andiphathele ukutya koba nditye waza nesonka wandigqaya ngaso esithi ina thatha utixe apha ungaphumi nalomntana angakhali

Ndasheka kwigumbi ndikhala ndikhumbula umama wam endimshiye nabantwana egula. Zafika ke itshomi zakhe ndava ngengxolo kudlala umculo ekhalela phezulu kuselwa waza k*m kweligumbi wathi umntana ulele mos kutheni ndingavasi ngoba late ufuna uba phezu kwam ndathi kuye ndicela angayenzi lonto ngoba ndisenezi tishii wathi mxm waphuma

Waza k*m after begqibile ukonwaba nefriends zakhe wathi k*m masenze kalok ndamcenga ndathi kuye andikaphili kakuhle ndikhala wathi ufuna impundu yena kunini ngoko waphuma esithi uzazisa icherry ke aphendlini ngoba mna ndiya speeder kalok ndathi kuye andinangxaki

29/12/2024

PART 7

Ndazama uphakama ndisithi ndinyathela ndibone ba akunyatheleki ndimkhwaze ndithi ncela azondinceda isisu sam sibuhlungu aze abuze ndiva ntonii ndithi ndiva i pains esuswini ncela andise esbhedlele rhow athi lala bheydini ndikukhwele uzoba ryt andiqunusise ngok ndikhala andilale

Ndandisoloko ndiya phaphazela uba uthi mandenze into ndandikhawleza ndiyenze ndisoyika umbuza imibuzo ngamanye amaxesha afune ndimncedise kwi co***ne aythengisayo athi mandiy tshaye ndithi kuye ncela angayenzi lonto andifostele andibambe ngentloko athi mandiyfunxe ndiyfunxe nam ndithathe ngoba dizzy ndiphelelwe ngamandla ndingabikho sesngqondweni ndithi ndivuka ksasa ndihambaze xa ndizama phakama ndive ubuhlungu ngaphantsi ne cramps esuswin sam

Wandishiya ke apho eroomin after egqibondi lala ndisithi ngaske ndife bhetere ngoba kwakubuhlungu zipains ndisiva uba umntana usendlelen ezayo ndichwecha uphuma phandle ndikhwaza for uncedo ba kalok ndandilunywa๐Ÿ’”๐Ÿ˜ญ

Ndakhwaza uncedo ndilunywa kanti lomfana uyandiva wathi gqi wanditsala ba mandingene endlini wabuza ziintoni ezinto ndizenzayo efuna undibetha ndathi kuye ndiyalunywa ncela andincede wasondela endifaka ubhontsii ngaphantsi esithi mandingangxami

Ndandisiva umntana ba usendleleni ndathi mntana uyeza wathi zafownela u nurse amaziyo azondijonga wafika lo nurse wandijonga esithi ucela lale phantsi mntana uyeza esithi mandi pushe ndizama kubuhlungu kodw egqibeleni ndazala mntana oyi ntombi

Wayevuya xa ebona mntana esithi u nurse ufuna ndifumane irest wandisa ebhedin ba ndilale. Ebusuku ndandimane ndivuswa sisikhalo somntana uba ndimncancise ndandingakwazi nohamba kakuhle umntana elala kwenye i room engafuni ba mntana alale nathi, xa ndisiya e roomini ndandichwecha kancinci ndihamba kabuhlungu ngenxa yomthungo ongaphantsi ndiqaqanjelwa

Ibali lisaqhubeka....

28/12/2024

"Ndyeza Friday"
eloxesha ayikhonento ayizelayo uzonweba izikipa zam ngamabele ๐Ÿ˜ด

28/12/2024

Uba awunamntu woncamisa nge 31st ungandi booker for free

28/12/2024

Cela uncedo
Cela undipostele apha but undifihle

Ndine minyaka eyi24 umyeni una 28 sibe nomntana ngo 2022 june una 2 years ne6 months
Kulonyaka uphelayo ndiye eskolweni unyaka wonke kwenzeka umntana wayohlala nomama ekhaya but behleli ndimbona oko umama nomntwana etwn for ukuba umntana angandilibala
Ngoku njengoba ingu December simthathile umntana akalali ebusuku ufuna abantu basekhaya akafuni kwanam kuba ke kutatakhe naye akamfuni emini uba ryt ebusuku ulila ade ahlanze aphathwe lihlaba atshise umzimba wonke
Indiphatha kabuhlungu lento bcz umyeni uye wanento ethi inoba umntana ayingowakhe๐Ÿ˜ญ

Cela uncedo kwenziwa njani xa kunje๐Ÿ™๐Ÿพ๐Ÿ™๐Ÿพ๐Ÿ™๐Ÿพ

28/12/2024

PART 6

Ndandimoyika ndisithi xa ndifuna sohlukane andibethe athi ndifumene indoda entsha enegani awayeyiphatha ayfake esnqeni xa endibetha ayikhuphe andoyikise ngaye athi ubake ndamyeka uzayibulala yonke iFamily yam gqiba agqibelise ngam ๐Ÿ˜ญ๐Ÿ˜ญ eskolweni kwakukho umfana endandithandana naye kwafuneka ndimyeke ngenxa yakhe

Waza nge weekend esithi k*mamam uzandithatha andise eskolweni kwi Camp esithi mandizise mpahla yam .mama wayebuza akhomali ikhutshwayo? Athi yena yonke into i free ezenga worry wakhupha mali waynika mamam esithi zekatheng kutya kuwo mama ene wrry ba ndimshiya ndingakwaz umxelela ba kalok egula .wafaki mpahla zam emotweni wandise ndlin yakhe esithi ndingaze ndiphazame ndiphume aphe ndlin ndibe indoors all the time

Ndandingena fown ndisenza uGrade12 kubhalwa eskolwn xa ndivuka ba ndizayo bhala athi mandingayi apho ndikhale akhawleze ngofuna undibetha andikhululise i uniform yam athi ayirhazule athi ndithe kuwe awuyindawo!!! Ndandingaphumi esithi ndiyi s*x slave sakhe

Ndaphela ndimitha esithi mandihambe kengoku ndigoduke ndobonisa mamam ba ndimithi ndisithi kuye ncela angayenzi lonto mamam uyagula ba unondibona ndinjee ndizabe ndimphoxile ngoba uthembele ngam wathi umithele mna mntanam lowo ndifuna aphume ephila apho kuyo yonke into endiyenzayo ndiyazi ba wenzeke into lomntana uzandonzakalisa esithi uyandiiiivaaa!!!

Wayendi vumela ndiphume phandle after ndinzima andithume ndothenga ukutya kanti all along xa endithuma uyandilandela ngemoto yakhe xa ndibuyo thenga athi k*m ndikybone ume nendoda ubuthetha ntoni Naye??? Ndithi kuye owmphi umntu Athi ndimenza isbhanxa andiqhwabe ngempama ndiwe phantsi ndibetheke ngesisu gqiba andishiye apho ndisiva intlungu zesisu๐Ÿ˜ญ๐Ÿ˜ญ

Follow the page uzofunda ezinye parts

26/12/2024

PART 5

Xa ndisiya eskolweni Ootitshala babesithi andizifundi incwadi zam ngoba ndiya failer. Ndaphuma ndilila xa ndibona i report yam isithi ndi failile.Classmates zam zabe zindihleka zihleba ngam Ndalinda skolo saphuma sibaninzi egeytini ndathi ndisezajikela ikona kwabe k*mise lomntu ndithanda naye esithi mandikhwele ndathi ndicela ugoduka namhlanje umntana kamamam uyagula waza senditsala esithi ftsek lonto leyo iza masambe siye kokwenu ngok ndobona lonto uyithethayo

Wandithatha sofike endlin wangena nam ekhaya esithi ufuna ubona umamam wadibana naye waxoka wazenza utitshala wam esithi uzondicela ngoba eskolweni kuzabakho iCamp yoba kufundwe naye umama wavuma ba kaloku ufuna ndifunde ndipase kakuhle ku grade 12 wam wathi ngomc funeka qokeleli mpahla zam ndohlale skolwenii

Ndandisithi kuye ncela angayenzi lento ngoba mamam akaphilanga ndim ogade abantwana bakhe waske wakhwele motwenii wathi uyeza late ngo6 wabuya ke ngo6 wazekhaya esithi mandikhwele motweni esithi k*mnyama phandle akhomntu uzandibona mandi have s*x naye emotweni

Wayengasa ndiphi nemali kwabe ekhaya kulanjiwe ngalamini ndathi kuye ndicela andiphe imali wakhupha R100 wandinika gqiba wathi masiphinde senzi s*x ndisithi kuye yhoo ndidiniwe mna ngoku asuke ngondiqhwaba ngempama ndilile ndithi okay ke ndizoyenza ndikhwele phezu kwakhe ndimreye athi khawlezisa!!! Bake wayeka ndizakubonisa bonanjee!! Nam ke ndikhawlezise ngok ndidiniwe ikuku ishushu

Follow this page uqhubeka nestorry

23/12/2024

PART 4

Wangena nam eroomin esithi namhlanje ufuna undizekela unokuba ngoba kalok ndiyamqhela and akazondinika necent, wandikhulula i uniform yam ngokungxama wathi mandikhwele ebheydin wandilala endenza rough ndingxolela phezulu andiqhwabe esithi ndiyangxola ndikhaliswa yintoni!!๐Ÿ˜ญ๐Ÿ˜ญ

Ndingathi wayendi r***r ngalamini ngoba wayendibetha nondibetha esithi ndizamazi uba ungubani kwade kwa late esithi mandihlike ebheydin ndithi xa ndifunu phakama ndihambe ndiphinde ndiwe phantsi ngenxayee ntlungu , ndisithi xa ndihamba ndichwechwe kancinci wandikhwelisa ndofika ngase ndlin wandihlisa uba mandiphinde ndiyi walke ugodukawayendibetha nondibetha esithi ndizamazi uba ungubani kwade kwa late esithi mandihlike ebheydin ndithi xa ndifunu phakama ndihambe ndiphinde ndiwe phantsi ngenxayee ntlungu , ndisithi xa ndihamba ndichwechwe kancinci wandikhwelisa ndofika ngase ndlin wandihlisa uba mandiphinde ndiyi walke ugoduka

Ndahamba ndofike endlini esithi umama mntanam uvelaphi ngelixesha oko ndikulindile mntana akaphilanga udinga amayeza. Ndathi k*mama ncela angabina worry ndizamhoya umntana makahlike kwi wheel chair angqengqe, wathi xa ebona ubuso bam wabuza mntanam utheni ebusweni?ndaxoka Ndathi k*mama bendisilwa nenyi friend yam๐Ÿ˜ญ

Follow the page to get more updates

20/12/2024

PART 3

Lendoda ndandithandana nayo yayisoloko ithi mandiye kuyo noba ndiseskolweni ize izondithatha nge break skolweni ndithi kuye andizokwazi uhamba ndizabhala i test. Andifostele athi "masambe wena ndingekakubethi unye awundiboni ba ndibatyiwe ngoku ube undixelela ikaka" ndikhawleze ndothathu bhaka hambe naye ndikhwele motweni

Xa sifika kwakhe athi ndingaze ndiphinde xa esithi mandenze into ndingayenzi wabe endingxolela esithi uyandiva!!! Nam ndoyike ndikhale ndithi ewe bhuti ndakuva. Gqiba athi k*m hamba! Tshona khona ke!! Andityhalele eroomin gqiba athi mandikhulule

Ibali lisaqhubeka kwi page yam

20/12/2024

PART 2

Ndagoduka ndisiva kabuhlungu ndisithi xa ndihamba ndive ngaphantsi kuyatshisaa nasendlini xa ndivasa ndandingakwaz ba kalok ndandisiva kabuhlungu kodwa ndaye ndiyqhela after mane ndisiya kuye

Iskolo sam sasiba kude kwasekhaya kufuneka ndihambe indlela ende ndisithi ndisiya skolweni ndimiselwe ziimoto endleleni zindifleytela zisithi bby!! Iza ndikuphi lift ndikuse eskolwen

Umama wayengayazi indlela endiphilangayo ndandisithi kuye xa ndibuye skolweni ebusuku ndixoke ndithi bendise library mama ade athi ndicela ufunde mntanam uzakwazii usikhupha kulentlalo sikuyo sonke sijonge kuwe

Please follow the page to read upcoming PARTS

18/12/2024

PART 1

Kumhlaba wase western cape ndathi ndihlala khona ndingumntana weskolo ndithandana nendoda ene mali kuba ndifuna ifamily yam itye ndimana ngodibana naye ndilale naye andiphe imali engange R200 ndigoduke ndifike ndithi ndiyinike umama athenge ukutya endlini kutyiwe. Ndandisenza lento kuba endlini bekunga phangelwa umama engumntu ogulayo sibay 4 kuye abantwana siphila endlini ngemali yendodla . Mna ndandiyi 1st born ndina 18 years indim ozamayo for ekhaya. Lomfana ndadibana naye ndibuya skolweni endimisela ngemoto esithi ufuna undipha i lift ndakhwela yabe kanti kuqala kwam uthandana naye kwahambi thuba sithandana emane ngondibizela kwakhe esithi zendizothathi mali ndithi ndifika ndifike ehambaze esithi mandimunce ipipi yakhe ndimxelela uba Andikwazii lonto athi mandikhamise uzayifaka ngokwakhr ayifake k*m emlonyeni igcwalise umlomo wam wonke ndikholunyula ba kaloku inkulu kakhulu. .athi k*m mandikhulule i uniform akhuphe R300 andibonise athi uzandinika ndigoduke nayo andibambe athi lento siyenzayo zendingaxeleli mntu andithathe andise roomin yakhe athi mandikhulule ngokukhawuleza asondele k*m alale nam andizeke ipipi yakhe ingangeni yonke k*m emane ngokuthi mandinyamezele wandenza wagqiba lats xacndizogoduka wandinika iR400 esithi ufuna ndiphinde ndize ngomso.

Follow this page before part 2 of the story.

17/12/2024

Bathule ngoku ngomtako kaloku bagqebhile.
Abafazi kodwa

Address

Tokwana Street
Cape Town
7100

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when ๐Œ๐ข๐๐จ ๐“๐• posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Videos

Share

Category