Lizwi BlackChild

Lizwi BlackChild This is a Comedy Page... let's All Have FUN.
(1)

Niphi??
01/01/2025

Niphi??

01/01/2025

Yoooh niziphethe kakubi kuthwa kukho esebeyenzile already apha ku2025😳😭

31/12/2024

Zekhe ningangeni elwandle ninxilile ke betuna uyomka nawe uDizzy u2024 nithi popop🤟🏾

31/12/2024

Make ndithathe iNap mhlambe ndizovuka ndinePlan yale 31st uba ndibheka ngaphi….

Ofuna ujuxuza nam till 00:00 atsho ndilapha eKappa ngokwe Location📍

31/12/2024

Bonanje andfuni kwa uthuka mnyatheli mna ngeLast Day ka2024 Bantandini sanundiPlovokha ndincedeni ,If anibonanga nto ililisayo kula Post valani imilomo yenu iyawuninceda epapeni kuloJanyawuli siwuqala ngomso ,sanundinyola!!! Emehlweni Abanye bamile okweSoseji zamaSomalia kodwa baSharer iPost yam ngokusa.

MandingaPlovokhwa Ntozana.

Ohhhhh Ke SISI!!!! ,THIS IS BEAUTIFUL betuna!!!❤️❤️❤️❤️❤️🥰🥰🥰🥰🥰
30/12/2024

Ohhhhh Ke SISI!!!! ,THIS IS BEAUTIFUL betuna!!!❤️❤️❤️❤️❤️🥰🥰🥰🥰🥰

30/12/2024

Yoooh kwangase ndkhale kakhulu Guyz ,I’m listening to the conversation between No Name supermarket Cashier noMfanana oyi Assistance

Bathetha ngeTakkie ,uth uMfana akakwazi uzithenga iTakkie zibetha koma 2k ziyadura

Cashier:kalok funeka uzincame nawe
Mfana: kuyafana nje andinampahla mna ndizazinxiba nantoni ezoTakkie ,ngcono iSlides aziJumpisi😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭

Ohh yhiini Bawo💔💔💔

Guyz i’m CRYING😭😭

Ohhh THIS IS BEAUTIFUL betuna!!! Haybooo🥰🥰🥰❤️❤️❤️❤️❤️❤️❤️
30/12/2024

Ohhh THIS IS BEAUTIFUL betuna!!! Haybooo🥰🥰🥰❤️❤️❤️❤️❤️❤️❤️

29/12/2024

Yheeeey PLEASE HELP betuna…..The time I was in EC caba kuye kwaphela umbane apha yacima iFridge kwabola izinto bezipha …..YHEEEY Now The SMELL!!! Guyz asipheli tuu endlini ,What can I use we oe Please ncedani😭😭😭

29/12/2024

“Hay yima awungoBlackChild😲”

No andinguye nguban lowo

“uMakaVanono kuTikTok naku facebook “

Me:Yuuh ha a andimdlali kwaFacebook mna🥴🥱

27/12/2024

ILanga lalapha aliva neSunScreen betuna😩😩

26/12/2024

Uba nibona iPic yam ndihleli ngasendleleni eDutywa ndisitya ningabe nindi-Tagger bendilambile ndisitsha lilanga😭😭😭

26/12/2024

I think next year funeka kubekho iXhego elizawuba nguSanta kulelali ,umntanam didn’t enjoy izolo because kuthwa akho Santa apha

Sitya imigidi ke thina ngapha betuna😄😄❤️❤️
21/12/2024

Sitya imigidi ke thina ngapha betuna😄😄❤️❤️

Address

Cape Town

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Lizwi BlackChild posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Videos

Share

Category