02/11/2023
IMBIZO YAPHEZULU
Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from GM News Online, TV Channel, Cape Town, Cape Town.
IMBIZO YAPHEZULU
Thixo wam, Zahluma ke inwele kwakhona.
Balandeli baka Prophet Matshona abase Fishhoek amazulu azele kwaye intambiso umthnjisw athenjwe ngayo ayinakubuna kwaye ingyi kuphel Nani nikhunjulwe ngamazulu.
25 Mrch umprofethi wen uzobe elpho kwisikolo Sophumelela ubusuku bonke. Uzobe ethandazel, eprofetha ekwakhenyisel abo bafakw ebumnyameni ngabathakathi.
Bantu base gugulethu lindani kukhona into ezayo izulu livumile ukubithumelela uMthetheleli.
Ingaba bakhona abantu base gugulethu, phillipi, lowa Crossroad and Crossroad, ktc, Samora, Nyanga apha?
Ukuba ukhon uyeza Prophet Matshona indawo nizoyazi kungekudala with Prophetic Night Encounter. Come n receive your miracles.
Wena ozobe ukufutshane emfuleni Job creation center close shoprite ngomso Prophet Matshona uzobe ephayana yiza wen okudala ufun ukuthandazelwa.
Phatha Cv ykho wena ofuna umsebenzi
Inkonzo iyaqala ke ngo10am.
Call or whatsapp 078 215 2303 for directions
Masambe Nyana wam by Sandisiwe🙌🙌🙌🙌
Let's pray
We are opening soon. Are you ready to join our us?
Molweni, njengoko bendimkile ndaya entabeni ukuyothandaza ndibuyile kwaye ndilungele ukuthambisa | ukuthandazela wonke umntu kulecawe. Yiza nomdeni wakho.
Do t miss tomorrow evening service. Details on the post.
Madoda thandani abantwana benu. Kwaye nibakhusele ngamaxesha onke.
Don't miss Tomorrow service at 6pm
MEET WITH YOUR PROPHET EVERY TUESDAY AND FRIDAYS FOR PRAYER LINES.
BRING SICK, BLIND, JOBLESS, BARREN AND THOSE WHO ARE BEWITCHED AND HAVING SLEEPLESS NIGHT BECAUSE OF WITCHCRAFT.
Come tomorrow at 6pm to 8pm Job creation mfuleni close to ShopRite and old taxi rank, I have a message for you.
Come and see a burning bush, your life will never be the same again.
Masenze oko asidalele kona nakusasa simphakamise ngoba ufanele
Masiphendeni sindibaneni ngomso ngo10.
Tonight take higher your cellphone.
I stand as a prophet and I prophecy your cellphone will bring good news that will change your life. I see and I confirm a call is coming that will cause you to smile.
Ingelosi iyathetha Nam ukuze ndikwazise ukuba ityala lakho lichithiwe. Onke amatyala wakho osuliwe kuwe.
Every Tuesday and Friday Night meet me Mfuleni business creation for a Night of restorations services.
I cancel every plan of the devil against your life. I pray for restoration your soul. No disease, evil spirit has power to take your life before time in JESUS NAME.
If you believe shout Amen
Share share
uThixo makakuvulele kwaye akuphilise.
Konke okubotshiweyo, okwabiwayo kwakho. Makukhululeke kwaye Makubuyiswe izinto zakho ezabiwayo.
Greetings Family our prophet has prophecieed and said "I prophecy tonight your life will be enlightened and transformed in Jesus name."
Catch him live at 22pm up to 23pm every day, Monday to Friday for a life changing prophetic revival that will enlighten and open your eyes of the spirit.
FOLLOW ME ON
FACEBOOK : PROPHET MATSHONA
YOUTUBE: PROPHET MATSHONA
SIYANYAKAZISA, SIYADUDULA AMADIMONI
Uyeza ecaweni ngomso?
Nxiba iblukwe yakho, faka amatekkie, nesikipa. Yinkonzo yokuphiliswa nokukhululwa kwimimoya emdaka Ka Sathana.
Umprofethi Prophet Matshona uzobe edudula izinto ezafakwa kuwe ngabathakathi.
Can I prophecy?
WhatsApp me 0782152303
This coming Sunday, it's a healing service. I personally invite everyone who desire to see me on One on One (Free) and those who need prayer for healing and deliverance.
Please share and invite others.
Happy Woman's Day.
I love you all, may God keep increasing you in power and in favoring you.
Visit us this coming Sunday
Molweni
I see God lifting you to a new place of breakthrough and freedom you've been longing.
I invite all of you this coming Sunday God has instructed me to anoint you for the new level you are going to be placed. You are next to testify the goodness of God.
Can I prophecy ❓
You are invited for a
May this month finish with opportunities for you and celebration.
I prophecy you are permanent employed.
Greetings family, Invite your friends and family to be part of this service. ONE TOUCH SERVICE. Tag everyone on your contact list and share to your whatsapp and Facebook.
WHAT DO YOU WANT GOD TOUCHED IN YOUR LIFE?
Cape Town
Cape Town
8001
Be the first to know and let us send you an email when GM News Online posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.
Ifikile kwaye igalelekile lomini ekudala siyilindele yofumana igazi likaYesu noMzimba wakho. Uyamenywa ngomso kwiNkonzo yesidlo seNkosi ezobe ise *Itsitsa Primary School Mfuleni ext6*
Namhlanje ndiyathetha ndiyalela ummangaliso nomqondiso mawufike endlini yakho. Share share lomyalezo kayi10
Ubusuku bokususa iziqalekiso ezibophe impilo yakho. Ukukhululwa kwiziqalekiso zekhaya, zasekuhlaleni nezasemzini. Umthandazo uyapholisa kwaye uyakhulula.
Makudede ubumnyama kukhanye kuwe nekhaya lakho uThixo makangenelele anilwele kuzozonke intshaba zenu.
Njalo ngolwesiHlanu ndinuka intaba ndiyothandaza. Ekungenzeki ebantwini kuNkulunkulu kuyenzeka. uThixo wethembekile ngoba imvula iyayeka xa kungolwesihlanu ukuze ndinyuke komile. Ndithandazeleni njengoko ndihlala ndinithandaze ngoba baninzi abazungula umpefumlo wam ngenxa yalomsebenzi ndiwenzayo kuni😭😭😭😭😭😭. eZulwini kuvunyiwe kodwa abasemhlabeni abavumi ke hlalani nindithandazisa ukuze icebo likaThixo lingavinjwa yinto. Sithi isiXhosa kukhontwa ehambayo, emileyo ziyayichamela. Ke wena waziyo ukuba uNkulunkulu wam ukuhlangule thandaza ngenxa yentambiso ephezu kwam ngoba abanye bengayivanga okanye bengawaboni amandla wayo. Vele MNA ndiyazi ukuba ndibizelwe ukuwa nokuvuka kwabaninzi belizwe jikelele IDE ibuye Inkosi yethu.
This coming Friday family make it a point you send to me today your name and your family members names. I will be praying and burning evil spirits sent to destroy you and your family. Everything that was hindering you from moving forward will be consumed, you are going to be free and protected in Jesus name. Share share share this message
24/7 Same day DStv,Ovhd installer Edgemead -0
Edgemead Drive