ZIYASHA KWA ZULU NGEMPELA π #ezitshisayo #KZNFloods
ZIYASHA KWA ZULU NGEMPELA π
#ezitshisayo #KZNFloods
TOYI TOYI YASE WITSANDS #ezitshisayo Abahlali base Witsand Atlantis batoyotoyela service delivery. Bafuna clinic, high school kwakunye nombane kwizindlu ezintsha.
TOYI TOYI YASE WITSANDS
#ezitshisayo
Abahlali base Witsand Atlantis batoyotoyela service delivery. Bafuna clinic, high school kwakunye nombane kwizindlu ezintsha.
NIPHI ZIMBOKODO ZASE GCUWA NEZIPHALUKA?
"MASIBONGE KU MAMA UTHI HALALA KU Ezitshisayo ".
.
Kwakunzima kuye sidibana naye pha e Gcuwa ngase Standard Bank ezithengisela amarhewu, emva kokulahlwa ngumyeni wakhe womtshato.
Ngothengisa kwakhe amarhewu njongo yayiyokuna avula.eyeyakhe company.
Namhlanje uthi usithe tsheee e Ibika akasifumana ke kuba besimanxadanxada ezobulela ku Ezitshisayo kunye nakubalandeli nge support asifumene kuni. Ngoku company yakhe iyasebenza kunye uyabafundisa abantu abafuna fundela ubu security.
Ngexesha ba_toyi toyela umbane abahlali base Ramaphosa, ngaapha umbane wabo wezinyoka uyatshisa ihoki.
Ngexesha ba_toyi toyela umbane abahlali base Ramaphosa, ngaapha umbane wabo wezinyoka uyatshisa ihoki. #ezitshisayo @top fans
Kunzima
#ezitshisayo
Abahlali ebebe kwisingcwabo sika KHANYA BUSAKHWE nowaye wasweleka ngokudutyulwa erojwa KUNYAKA ophelileyo October 2024,
KWINDAWO YASE Ibika e Gcuwa..bathe akaphumi INTEGRATED Funeral Policies bengajoyinanga.
Kuyaqhutywa Gcuwa baqalile.
#ezitshisayo
Nanku mnxeba
0614283632
0699841825
UNGAPHOSWA
INTEGRATED FUNERAL POLICIES BANAYO NE AFTER TEARS . Ukanti xa ungafuni ezikhalakahle bakunika Mali ncahhhh pokothweni.
Kukho imiqathango.
Nanku mnxeba
0614283632
06998418825.
UFUNYENWE UMZIMBA WENTWAZANA YAKU GATYANE EYALAHLEKA NGO NYAKA KA 2022
Emva kweminyaka uBusisiwe Mvimbana esihla enyuka efuna umzimba wentwanazana yakhe eyalahleka ngo nyaka ka 2022, ekugqibeleni ude wawufumana.
Ufuzo lwencindi yofuzo lufumanise ukuba umzimba owacholwa ngamapolisa kuGatyane ngowentombi yakhe.
Niyakumkhumbula uMvimvana ekhala kumakhasi onxibelelwano ecela uncedo ngalenyewe.
Emva kwenyembezi zakhe uThixo ube ngecala.
Mve ezithethelela.
Ivideo iqoshwe ngutatu Majola we Khula EC
Zeyathunyelwa kuthi lisebe lezeMpilo kweliphondo
Heheππ
Heheππ
INTEGRATED FUNERAL POLICY I BUSY NGE TRANIING.. Abahlali bathi abahambi bengasicaciselwanga bafuna joiner le after tears.
Nantsi minxeba kofuna ulwazi oluphanheleleyo.
061 428 3632/069 984 1825
NAWE UNGAYIFUMANA AFTER TEARS POLICY YAKHO
For more information contact us on 069 984 1825