16/11/2019
••Insert 2••
•Ndiye ndafika e Msebenzini, ndayo Clocka kwi reception, then bendizoya kwi Martenity ward.... But ke ndithe ndobona hay akho Mntu, kusekho abanye oonurse, bengenisa enye ibhedi
Mnxm, I think ndi early Sana....ndaske ndaya kweyam i office kemnake mntkbw, as i made my way....someone held me roughly... Tchin! Yhebethuna! Akandqheli nalo Gogo?😏😏 sentchuba kengoku akasaboni ba mna andyiyo la type yaba Sisi athanda ubaphath...
Me:hay yintoni ngoku?😏
Manager: Jonga apha girl, uyasibona thina sirhuqana ne bedi kodwa uyanyoshoza uyahamba!..
Me: Ayinamavili daan, lento nizoy'rhuqa?
(Ndizampholela lo esacimb' undqhelile!😒Nale broken Xhosa yakhe!😏...uthetha njengala mntana ka Nkunzi phaa Ku Zalo
!😅)
Manager: Helang!!! Ous' please tuu,angfuni ukuyixabana nawe!
Me:Jonga apha Cc with all due respect, I know you're my manager, you can fire me anytime you want...blah blah!!
Kodwa mna Cc awuzondiqhela kakubi yevva??? Tchh.. Hinton?
Kaloku ingxaki yakho ucimba undiqeshel ukurhuqana neebhedi ingathi ndiligeza bekhona abantu balonto, jonga andfundelanga urhuqana neebhedi mna! Ndifundel ubangu gqirha! Ukba awyazi into omawuyithethe, ndicela ubuy'umva k*m please!😕😒
Tchh!....ndamshiya apho, esacimba uzazenza ungqestar apha k*m, ndamkhaba alok Mna tyhiin! So kwade kwabetha u 1 oko ndik'la office, wade waphuma yena...mna ndashiyeka Sana asoze alok never!!! Bendibawela uk*mmura!
Qha njr, ndimrespectile kodwa yena wenzani nge respect ym??
Hay alok andiphambenanga ngoku respecta yena! Tyhiin utheni na lo gogo??mnxm.
Kuthe kusenjalo kwafika omnye u Nurse, sekhefuzela Sana!
Nandi:Doc! Uyafuneka kla ward, kukho...kukho ....
Me:Haska ndyeza!
Nandi:'Ko....
Me:Jonga ndyeza!!😏
Waphuma ndamlandela,ndaya ke kule ward ndini, phoff ke losisi was still 2 hours, to give birth! Tyhiin Hehaker, ndabancedisa ek*mnxiseni i H.Gown le, bendifuna I file yakhe kqala, ndithe ndiphuma, baphakama bonke sana bingoo
Bhuti abay 3 no Sisi omnye.........