16/02/2025
I was thinking Sundowns nge 1st ka March xa izadlala ne Chiefs icele uncediswa nayi Pirates zidibane zizame udlala nale Chiefs ixakileyo🥹❤️ because ayikho Team enodlala ne Chiefs iWine ingancediswanga ngokojonga kwam kungene zonke players ze Sundowns neze Pirates ku Khipe bonke oKhipha be Pirates nabe Sundowns ne Fans zingabukeli zingene Baleni zizame le Chiefs ibubungozi kangaka🥹 because to be honest ba uyaqaphela iChiefs iyafana ingathi ngu Mkhuluwa we Team zalaphe South Africa ihamba yodwa ba 😭❤️