Mawawa & Dreem Media in Kokstad

Mawawa & Dreem Media in Kokstad This page is created for people to get knowledge, entertainment and sport

18/04/2023

ISUKA KUMHLALI

Lo ngutata uSizilethu Ntloni kwilali yaseMsintsane, eNgcobo ohamba ngeWheelchair egugileyo ebotshwe ngamacingo neentambo uhlala nonyana wakhe kuphela uyasokola kulendawo ahlala kuyo akukho neeToilets uxhomekeke kwimali yesibonelelo sikarhulumente kunzima akukho namanzi kulelali tap azisebenzi nedlela zimbi ukuya eziClinic pofu Clinic ingaphesheya komlambo 2.5km xa uyijonge ngamehlo kodwa akululanga ukufikelela kuyo kufanele uhambe umgama ongama 30+km ngenxa yomlambo okungekho bhulorho yokuwela kudala ikhalelwa ngabahlali rhulumente ethembisa abantu bayoyela kulomlambo minyaka le kungako ndisithi mandike ndivele nalomcimbi kubi kakhulu ndinethemba lokuba mhlawumbi xa ninokuzibonela ningenelele ukuncedisa kuveza lengxaki noko abasemagunyeni bangangenelela ngokukhawuleza kubi kakhulu.

Kwabo banokunceda mabatsalele le number 061 654 2889

18/04/2023

Iziko eliphehla umbane uEskom liqinisekise ubunzima kwiinkampani zoMzantsi Afrika ezizakujamelana nokutshintsha tshintsha kesigaba besihlanu nesesithandathu kwinkqubo yokucinywa kombane iveki yonke, “de kukhutshwe isaziso esitsha”.

Oku kuthetha ukuba iinkampani namakhaya azakuphulukana nombane weeyure ezisibhozo ukuya kwezili-10 yonke imihla iveki yonke.

Ukucinywa kombane sele kutyabula uqoqosho lweli imali eqikelelwa kwibhiliyoni enye yeerandi ngosuku.

Ngenyanga yoKwindla, uAdvocate Tembeka Ngcukaitobi – omele amaqela ezopolitiko ase urhulumente enkundleni – ixelele inkundla iphelele kwiNnkundla ePhakamileyo yaseRhawutini ukuba ukucinywa kombane kutyabule uqoqosho imali ngaphaya kwe-R1.2 trilion.

Bezingaphezulu kweentsuku ezingamakhulu amabini zokucinywa kombane ngonyaka ka2022 kwaye kuqikelelwa ukuba zizakuba ngaphezu kwamakhulu amathathu iintsuku zokucinywa kombane kunyaka ka2023.

Kuhlaziyo lwakamva nje, uEskom uthe akukho nto anokuyenza ngaphandle kokubeka isizwe kwiNqanaba lesi-5 kusasa kunye nasemini, atshintshele kwisigaba sesithandathu emva kwemini xa kufikelelwa kusetyenziso olweqileyo lombane emakhaya.

“Isigaba sesithandathu sokucinywa kombane siza kuqhubeka kude kube yintsimbi yesihlanu ngoLwesibini. Emva koko,ukucinywa kombane kuya kuqaliswa kwisigaba sesihalanu kusasa ukuya kwisigaba sesithandathu emva kwemini.”

Ekupheleni kosuku loshishino ngoMvulo, urhulumente kamongameli uCyril Ramaphosa bengekabinaso isisombululo kumceli mngeni wokunqongophala kombane, obangele imfuneko yombane igqithise unikezelo olukhoyo malunga ne7,000 MW.

U-Eskom uthe nangona iyunithi nganye kumaziko amathathu okuphehla umbane – iCamden, iKoeberg neMedupi- ebuyele enkonzweni yonikezelo lombane ngoMvulo, akonelanga ukuba kuncitshiswe izigaba zokucinywa kombane.

“Kwangelo xesha linye, iiyunithi ezimbini zokuvelisa umbane kwisikhululo sombane iKriel zithe zakhutshelwa ngaphandle kuba zizakulungiswa.”

UGqirha Nandipha Magudumana uyalelwe ukuba aveze ubuso bakhe enkundleni. U-Nandipha uzakuhlala evalelwe eKroonstad, elin...
18/04/2023

UGqirha Nandipha Magudumana uyalelwe ukuba aveze ubuso bakhe enkundleni.

U-Nandipha uzakuhlala evalelwe eKroonstad, elindele isicelo sakhe sebheyile kwisithuba seeveki ezimbini.

Unyana wowayesakuba ngumongameli uJacob Zuma, uDuduzane Zuma, ubongoze “abantu abadala” ukuba barhoxe ngokuzithandela uk...
18/04/2023

Unyana wowayesakuba ngumongameli uJacob Zuma, uDuduzane Zuma, ubongoze “abantu abadala” ukuba barhoxe ngokuzithandela ukuze bavule ithuba lokuba ulutsha luthathe iintambo zelizwe kunyulo lukazwelonke kunyaka ozayo.

30/12/2022

Mabazame abantu nakulo nyaka uzayo👇👇

1. Shoprite stamps ziqala kwi R10 or R20 umntu angabeka ngenyanga lomali afikelela kuyo e.g ubeka iR200 ngenyanga you get R2200 ngo November. Shoprite stamps ziyathenga kwa Liquor /Computicket/Checkers kuzo zonke iprovince.

2. Pep unekhadi lobeka imali naye ulivula pha kwa Pep. Uyakwazi ubeka iR20 ngosuku ufumane iR7300 nge 31 ka Dec. Okanye ubeke R50 ngosuku ufumane R18 250.

3. Ungakwazi ukuzigcinela iR500 or more ngenyanga kwa Nedbank kula 32days notice yabo. Uyikhuphe uphela konyaka. Kuthwa inintsi interest ka Nedbank. Nikhe nime ngoCapitec noOld mutual.

4. Ezinye butchery zinazo istamps zenyama ungabeka iR100 pm. Ungakhangela nezinye ibutchery ubeke stamps for inyama.

5. Ackermans/Mr Price/Truworths/Exact/Foschini/Woolworths nezinye ivenkile zinazo igift cards. Umntu uyakwazi ubhatala iR150 or R200 unyuka ngenyanga kwela card labo. Ela card ulisebenzise uphela kuka Nov for Christmas clothes. Ufika eshop ufune igift card uligcwalise ngokwakho per month ngalomali ukwazi ukuyibeka. Thengele abantwana bakho impahla phela konyaka.

6. If ufuna ukokha ezinye indawo ze material do laybyes umane ubhatala imaterial while ikubo wokhe indlu yakho. Hamba uyobuza kwi hardware ekufutshane nawe.

7. Iya kwi Mall ekufutshane nawe e.g Baywest mall, Nonesi Mall,Greenacres,Hemmingways,Maponya,Waterfront,Century,Menlyn mall etc ubuze nge card labo le gift card. Each mall has a gift card uyakwazi ukuligcwalisa per month noba kunge R200 or R300. Xa kuphela unyaka ela card liyathenga in any shop epha kula mall.

Ngalemali incani uyifumanayo ziqhelise ukonga ,kuba uJanuary inyanga ena4 months eyi one.Makangabikho umntu ongenakutya.♥️♥️♥️♥️😊😊😊

Lubobo Mpinge Gifted

27/08/2022

Police in Mpumalanga have launched a manhunt for five armed robbers who shot a security guard collecting cash at a filling station at Garelane in Bushbuckridge on Friday afternoon and made off with the money.

The guard entered the kiosk alone shortly before 2pm while the driver waited outside.

As the guard was about to exit the kiosk with the money trunk, one of the suspects shot him in the face.

“The suspect then grabbed the money trunk with an undisclosed [sum of] cash. He was joined by the other four suspects and ran to the road towards Shatale where they disappeared,” police spokesperson Brig Selvy Mohlala said.

Happy Mandela day  ✊✊✊✊ amandla !
18/07/2022

Happy Mandela day ✊✊✊✊ amandla !

Kufunyenwe iimizimba yabantu abasixhenxe, abasetyhini abathandathu kunye nomfana omnye, abafunyenwe benamanxeba okudutyu...
15/07/2022

Kufunyenwe iimizimba yabantu abasixhenxe, abasetyhini abathandathu kunye nomfana omnye, abafunyenwe benamanxeba okudutyulwa kwifama iLismore, eKestell eFreystata.

Kurhaneleka ukuba umnikazi wale fama udibane nezidumbu zabasebenzi kwindlu ababehlala kuyo ngoLwesihlanu.

Ngokwengxelo yamapolisa aseFreyistata, kuthiwa abo babuleweyo badutyulwe ngabantu abangaziwayo kwaye asikaziwa isizathu sokuba bachongwe.

15/07/2022

More than 60 witnesses - some whose identities are being withheld - are expected to testify at the trial of four men accused of the murder of former ANC Youth League general secretary and councillor Sindiso Magaqa in uMzimkhulu five years ago.

The trial will begin in the Pietermaritzburg high court on Monday and is expected to run until August 12.

Former police officer Sibonelo Myeza, businessman Mbulelo Mpofana, Mlungisi Ncalane and Sibusiso Ncengwa are charged with conspiracy to commit murder, murder, attempted murder, malicious damage to property and unlawful possession of fi****ms and ammunition, one being a prohibited firearm.

They are accused of acting with common purpose to commit the crimes and, if convicted, face life imprisonment.

The late mayor of the Harry Gwala municipality, Mluleki Ndobe, and the Umzimkhulu municipal manager, Zweliphansi Skhosana, were initially charged in the matter but charges were withdrawn due to insufficient evidence.

Magaqa was alleged to have been targeted because he had been vocal about corruption in the local municipality. However, the indictment is silent on this.

In the summary of substantial facts the state alleges that some time before July 2017 the accused conspired to kill Magaqa.

Ncengwa and later Jabulani Mdunge were allegedly recruited by Myeza to do the actual shooting.

On July 13, the four accused and Mdunge left Durban in different vehicles. They allegedly spotted Magaqa’s car at a car wash and opened fire.

Two people in the car with Magaqa, local councillors Jabulile Msiya and Nonsikelelo Mafa, and a motorist driving by, Nceba Mazongolo, were also shot. They were all taken to hospital.

Magaqa died in September that year from “septic complications”.

That same month, Mdunge, who was being sought by police in connection with the crimes, was shot and killed in a shoot-out with police during a failed cash-in-transit heist.

The other four men were arrested in March 2018. They were denied bail.

However,

Police Minister, General Bheki Cele is expected to receive a full report on the mass shootings that took place in the Ga...
11/07/2022

Police Minister, General Bheki Cele is expected to receive a full report on the mass shootings that took place in the Gauteng province over the weekend, including the attack that claimed 15 lives at a tavern in Nomzamo Informal Settlement in Orlando East, Soweto.

Following the high-level meeting which will also be attended by the National Commissioner of the South African Police Service, General Fannie Masemola, a site visit to the crime scene will be conducted.

Bhongweni fm in partnership with Greater Kokstad municipality and Department Of Transport on Saturday at Riverview stadi...
04/07/2022

Bhongweni fm in partnership with Greater Kokstad municipality and Department Of Transport on Saturday at Riverview stadium 🔥🔥🔥🔥

Monkey pox in SA
23/06/2022

Monkey pox in SA

SIGALELEKILE EMZANTSI AFRIKA ISIFO ESINOBUNGOZI IMONKEYPOX.

Xa kulunga ngapha kuyonakàla kwelinye icala. Kusuku nje kuyekiswe izifonyo eMzantsi Afrika ,sekufunyaniswe eainye isifo esigama liyi MONKEYPOX.

Indoda eminyaka ingama 30 ifunyaniswe inesisifo kwiziko iNICD eRhawutini, kwaye akukho mbali yakundwendwela kwamanye amazwe kwale ndoda.

21/06/2022



Namhlanje si live on air at bhongweni fm

Please join us on www.bhongwenifm.co.za

This radio station will uplift small businesses and offer them space to share their businesses on air, we have volunteers as part of our team.

20/06/2022

The National Institute for Communicable Diseases (NICD) has reported 291 new COVID-19 cases in South Africa, which brings the total number of laboratory-confirmed infections to 3 986 892. This increase represents a 4.1% positivity rate.

The majority of new cases are from Gauteng (40%), followed by Western Cape (15%).

The institute has also reported a further 16 deaths and of these three deaths occurred in the past 24 to 48 hours.

The cumulative COVID-19 deaths are 101 620 to date.

25 604 409 tests have been conducted in both the public and private sectors.

20/06/2022

Final preparations for the Special Official Funeral Category One, of the late amaMpondo King, Zanozuko Sigcau, are under way at Flagstaff in the Eastern Cape. King Zanozuko Sigcau passed away at the end of last month after a short illness.

President Cyril Ramaphosa is expected to deliver the eulogy at his funeral on Tuesday.

Preparations for the King’s funeral:

[embedded content]

Government officials, traditional leaders and the amaMpondo nation will gather at the Ndimakude Great Place to bid farewell to the late King.

King Zanozuko was inaugurated as King of the amaMpondo nation in 2018. Cooperative Governance and Traditional Affairs MEC Xolile Nqatha says the he is happy with the preparations so far.

“All the signs are there that we will be ready for tomorrow for a well- deserved send off for our late King. I wish to take this opportunity on behalf of the provincial government to thank the President for giving the King an official funeral category, which is a deserved honour for a man of his stature,” Nqatha adds.

Military role in category one funeral

The South African National Defence Force (SANDF), Colonel Ntsundeni Thenga, expands on the military’s role in accordance with the Category One status.

Thenga says, “We have got the leading detachment and the es**rt, from there we have gun carriage. Once we put the body on the gun carriage, we will then move in the military procession and then do our military salutations. Once done, we hand over the programme to the officials.”

The spokesperson for the royal family, Chief Jongulwazi Sigcau, says the procession will start early in the morning and they will head to Lusikisiki.

“It is families and members of the nation bringing back the remains of the King where he is resting, so that he can be taken to his final rest place. That is going to be done at 5:00 in the morning,“ he says.

The funeral will begin at 9:00 am.

17/06/2022

Molweni bahlali baseKokstad zikhona posts eziphumileyo kwa Health no 81 emurray street Kokstad

13/06/2022




Uthini umbono wakho ngo Pitso njengoba ehlukene ne al-ahly ufisa aye kuliphi iqembu ?

Nanku umsebenzi
10/06/2022

Nanku umsebenzi

04/06/2022


Sibuye ngokuphelele kwezemidlalo Evey day catch your sports update and news

25/05/2022
17/05/2022

The end of the season ⚽

Congratulations to Wanderers FC and Kokstad Liverpool for being the SAFA Harry Gwala Region Stream A And Stream B Champions 🏆

Stream A
1: Wanderers FC🏆

Stream B
1: Kokstad Liverpool 🏆

Men's Regional League (SAB league)

SAFA Harry Gwala men's regional league
08/05/2022

SAFA Harry Gwala men's regional league

Happy mother's day😊😊😊
08/05/2022

Happy mother's day😊😊😊

ABANINZI babone iqebengwana elenziwe ngomfanekiso kaDJ waseMzantsi Afrika, osandul’ ukuphumelela iwonga laphesheya koBla...
23/04/2022

ABANINZI babone iqebengwana elenziwe ngomfanekiso kaDJ waseMzantsi Afrika, osandul’ ukuphumelela iwonga laphesheya koBlack Coffee.

Le keyiki ngumfanekiso kaDJ Coffee ophumelele iGrammy, kwaye yenziwe yingcaphephe yokubhaka uKurhula Makhuvele weFine Bakes kwaye isasazeke kumakhasi onxibelelwano. Abantu bayamangaliswa bubuchule bakhe.

Indlela eyenziwe ngayo ungafunga ukuba ngumfanekiso oqingqiweyo wendoda egqibeleleyo kwaye yiqebengwana nje. I-2 yeemitha ubude kwaye inobunzima be-100 kg equka amaqhekeza angama-84.

UKurhula, waseLimpopo, waqala ukubhaka eselula kwiminyhadala yosapho kwaye ngoku ugxile ekubhakeni amaqebengwana kuphela.

“Ndibe nexesha elimnandi ndibhaka le keyiki,” utshilo uKurhula.

Uthe xa eqala ukubhaka uKurhula wabhala kumakhasi onxibelelwano esithi ibisoloko iliphupha lakhe ukwenza iqebengwana elikhulu ngolu hlobo. Ukwadize ukuba ukufumana iGrammy, uBlack Coffee, kwamkhuthaza ukuba abhake ikhekhe ukubhiyoza.

Eyona njongo kaKurhula, uthi, kukwenza ukuba ikeyiki ifane ncam nefoto yakhe uBlack Coffee, ethathwe kutshanje emva kokufumana iGrammy.

Ngenxa yokuba ezisebenzela ngaphandle kwenkxaso emva koko wacela ukuba abo banokumxhasa bathenge izinto zokuxuba, ikeyiki bolule isandla.

Akaphelelanga apho, udize ukuba ikhekhe lizakunikelwa kwikhaya labantwana, eBuhlebezwe, eTembisa. Umfanekiso wekhekhe ogqityiweyo uchazwe ngabantu abaninzi kumajelo asekuhlaleni, bencoma isakhono sombhaki.

“Kumele kubhalwe kuTwitter ukubona uBlack Coffee, mkhulu umsebenzi wakho,” utshilo uVuyolwethu Nontshinga kuFacebook.

“Ndingathanda ukutya iqhekeza lekeyiki eyenziwe ngesandla endikholelwa ukuba inomlingo,” utshilo uAlton Yamkela Mzee.

“Sisakhono sokwenene esi, siyavuyisana nawe,” utshilo uDinah Bonny Thukwana.

19/04/2022

OBENGUMETHULI wohlelo lwethelevishini olusanda kuqedwa iReal Gobhoza, uzifake obishini kuMhlobo Wenene kungakapheli nenyanga eqashiwe.

USamora Mangesi ukhishwe emoyeni esematasa esakaza uhlelo lwakhe iQonga Labatsha ngoMgqibelo owedlule, ngenxa yezinsolo zokuthi ubephuze utshwala ebe esakaza.

Amahlebezi okuthi uSamora ufike emsebenzini ebukhile aqalwe ngukudingidwa ngabalaleli balolu hlelo oluqala ngo-6 ebusuku. Obekubenza bashaye amakhala yindlela uSamora abebhudazela ngayo emoyeni.

Yize abanye bebemgxeka uSamora ngokusakaza edle amanzi amponjwana kodwa abanye bebemdabukela, bethi uzolahlekelwa wumsebenzi ekubeni eqale ngo-Ephreli 1, kuMhlobo Wenene futhi esanda kuphelelwa ngomunye umsebenzi kwiSABC 1.

Abanye bebethi “uzenzile akakhalelwa kodwa kukhalelwa uzumekile”.

NGEZINYE izinkulumo zabalaleli boMhlobo Wenene ngesikhathi belalele uSamora Mangesi Isithombe:TWITTERNebala izikhalo zabalaleli zigcine zifinyelele kubaphathi balo msakazo, okuyibo abamyalele ukuba aphume emoyeni ngesikhathi esasakaza e-studio salesi siteshi esiGoli.

Ekhuluma neSolezwe, oyisikhulu sakwaSABC ophikweni lwezokuxhumana nezokukhangisa, uGugu Ntuli, akaphumelanga obala ngalezi zinsolo kodwa uvele washona ezintangeni.

"Izikhulu zoMhlobo Wenene FM zingakuqinisekisa ukuthi udaba oluthinta uMnuz Mangesi lusengaphansi kophenyo futhi ngeke ziphawule kabanzi ngalo ngoba luthinta ubudlelwane phakathi komqashi nomqashwa," kushaya ngezinqamulelayo uGugu.

USamora ube esexolisa emndenini, kubangani, ozakwabo nakubalaleli boMhlobo Wenene ngalesi sigameko.Uthe zimphathe kabi izinkulumo zabalaleli ezithi udlala ngethuba anikezwe lona.

"Abangilandelayo ezinkundleni zokuxhumana bazi kahle ukuthi ngalezo zinsuku bengigula. Yize ngingakabi ngcono, kuyavuka uma izulu lingelihle. Ngibe sengidla imithi ebukeke ingangisizi ngalutho noma ingangelaphi ngokushesha. Ngenxa yokuthi bengifuna ukungaphuthi ohlelweni, ngibe sengengeza eminye imithi obekuwubulima."

Uthe yiyona emenze wazwakala sengathi uphuzil

19/04/2022

Kubi kwelilizwe

17/04/2022

Club secures second at fishing competition

LAST Saturday, April 9, Department of Correctional Services (DCS) Kokstad Management Area fresh water angling club participated at the KZN league finals at Klipfontein Dam, Vryheid, where the top five clubs of KZN clashed.

The DCS Kokstad Management Area angling club consists of seven gentlemen who performed well at the games as they faced strong teams like Kingfisher angling club from Ladysmith.

According to Lucano Bloem, chairman of the DCS Kokstad Management Area club, playing against Kingfisher was not easy, but through hard work they conquered.

“Our team managed to secure second place,” said Bloem.

He also congratulated King Alain, Jasson Voughan, Davids Martin, Simons Curtis, Rooi Dale and Godden Kuhn on achieving their KZN colours. They also represented KZN teams at the SA championships in Bloemhof last month.

Lucano Bloem was applauded for representing the National South African Freshwater Bank angling federation C team, taking gold at the national interforces 2021 and again this year at national trials Bloem was called up to represent the South African freshwater bank angling federation B team for 2022.

-Supplied

15/04/2022

PK Valves construction Easter Tournament. How's your Easter Weekend looking?

KSA vs Swansea FC battle it out in a repeat of the Kweenoa champs cup quarter final.

Venue : Bhongweni

Time : 10:00

Date : 15 April 2022

Group A.
KSA
Swansea
Deportivo
Leicester
Sobantu

⚽️⚽️

Address

Baker Street
Kokstad

Telephone

+27719636576

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Mawawa & Dreem Media in Kokstad posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Mawawa & Dreem Media in Kokstad:

Share


Other Kokstad media companies

Show All

You may also like