19/05/2021
Continuation..
Narrated❤
Zihambile kerr iinyanga waze ubongi walibala ukuba ebebiziwe ngudoctor last month umakazi wakhe ebeya eqaphela ukuba ikhona into erongo ngobongi nangona engaqinisekanga kuba ebesoloko evomiter ethanda nokulala
bongi!!(ecaphukile)
Bongi:ndiyeza makazi ndisavuka
"Ngumntana otheni Lona olala emin awuva imbiza ziyatsha"
Bongi:ndiyaxolisa makaz akhange ndive
"Lento ugulayiyo mntanam iyawuze iziveze ngenye imini😏
Ubongi ebevele waphola engazii kwalento ithethwa ngomakazi.wakhe
Ubongi ebesegumbini lakhe efoun.ela uluxolo ongasamhoyanga nakancinci
Umnxeba wakhe ubukhala njee
Ekuqgibeleni ude wabanjwa linenekazi ancumelana nalo
"Hello"...ndingakunceda?
"Ndicela uLuxolo umnikaz we4ni "
"Ndim umnikazi we4nii xa ungayazi sisi into oyifunayo vela ucime umnxeba ngoba umntuwam usahlamba akanaxesha lamaxoxo yena😏
Khange akwazii nozibamba inyembezi ubongi"emveni kwayo yonke into endimenzele yona uluxolo ndamnika ubuntombi bam😔..uphi ngoku😭😭😭yhiini thixo uphi nhaa xakunje ubongi khangeakwazi tuu ulala ebegixa ubusuku bonke uye walala ngo3
Namhlanje bekungomvulo ubongi uvukele kwaqgirha kuba elungiselela ukutofa ...noko ufike kungagcwelanga wabesele ehoywa ....uye wajongwa ker zaphuma iziphumo zokuba ukhulelwe ...yayi ngangase athi vulleka mhlaba ndingene💔😭😔
"Emveni kwayo yonke into umama andenzele yona ndimbonga kanje yhiini ukuphoxa abazali bam umakazii Sam ndakubayini ukubethwa💔😔
Ugoduke njalo ubongi ekwezongcinga wathatha isigqibo sokuba akazuxelela nomnye ngaphandle kwesthandwa sakhe uluxollo❤.........
Xa ugqiba kufunda plzz react😊 comment and share the post❤
50 reactions ndibuye ker❤