14/07/2020
I N S E R T 47 ☺️
👣
👣
👣
Wayengasavuyi u Lwethu, ndabe mna ndi lost ndinga understand'i ba ndimithi njan kodwa bendi mensa all these months, but the doctor explained to me that iyenzeka lonto and i normal and that next time i fall pregnant i should remember that not all my pregnancies are going to be the same ndimnqande xakulapho ke yena kuba bekungazubakho next time ngandawu apha ndanele finish ngulo ukhoyo nalo uzayo, ndincame ndaswabuluka nam ndanoloncumana wethu lu shy, i had no choice but to be happy, ndenza i small prayer ngaphakathi ba atleast kulena i pragnancy ke ndonwabe nam ndikhe nditsho ba " i had the best pregnancy".
Siye saphuma no Lwethu sayothenga ukutya because your girl was hungry, endleleni wayengonwabe u Lwethu emamele umculo ephatha kunyusa i volume, ndiyihlise coz akho need moc yoba ingxole ngoba uyayiva, aphinde ayinyuse caba uthi ndyaziphambanisa ndancama ndamyeka wethu andivani nochuku mna and umntu ebekwi good mood ukodlula mna hayke noko ebendikruqula ngk ndasose ndiycima
Lwethu : hay klk sundifaka kwiingxaki zakho yinton ngk wacima umculo ndimamele? (🤨)
Me : yhuu haywethu iyangxola lento indenza intloko
Lwethu :hayy sisi unengxaki sobe ndinga celebrate'i kemna ndizoba ngu tata (dancing)
Me :yhoo ngaske ndbenguwe one energy yegeza sana
Lwethu :hehehe kanti yinton ingxaki yakho sisi? Are you not excited to become a mom yet again? Come on babe loosen up!
Me : cela ungene kwa Spur undithengele ii ribs torho ndzoba excited ke 😊
Lwethu : funeke ucengwe kanene wena 🙄
Me : khakhawleze Lwethu nd'lambe nyan nyan
Lwethu :okayy okayy 🙄
We drove to spur he bought me zonke ezizinto then we went to buy a few snacks and then sagoduka endleleni ke were chatting sendiyeke nokoqumbela ububhanxa ngoba ezizinto bendizifuna zikhona 😋😊
Lwethu : my place or yours? Actually let's go to my place i miss you ndikugqibele kdala 😌
Me :usandibuzela nton ke ngk? 😂 🙄
We drove to his place ke e Waterfall, the first thing i noticed xandingena zizitya zinyuka intaba, washing busket igcwele yimpahla ezinye ziphantsi andyaz lento inzima ekuzifakeni phakathi, besendimazi keyena ba ngumntu onjani akava u Lwethu bethunani ndimthethisa oko nge mpahla ifana nezazitya xa epheka uzamisa ngawo onke amacephe qho xa ezamisa imbiza ukhupha icephe eli clean bethuna lamfana animazi ne glass qho xa enxaniwe uzitshintsha oko ukhupha i glass e clean even ebsuku xa eyochama ukhulula i bhulukhwe nayo yonke into yanga phantsi enze lento ayo yenza agqibe soze azithathe uzoyolala azishiye pha 😭🙆♀️ yhoo i was so pi**ed ndakhulula ngomsindo la tracksuit ka Channel ndanxiba my other dress e green and white i wanted to wear comfortable clothing and yes and i had clothes ezihlala phana and toletries nda clean'a ndagqiba ke kwabetha umoya mean while yena uhleli e lounge ubukele i soccer eating pop corns ndithe ndinfena ndadibana nee pop corns ezinye zise sofeni yhoo rhaa andsosidenge kemna ndayothatha i vaccum cleaner ndaybeka phamkwakhe ndahlala phantsi ne Ice cream bowl yam ndatshintsha i channel bendisuke ndaythanda gqith into ebandaya ibindi xoza umphefumlo 😩 uthe endinika la look ithi "huzert ngk" ndathi "tshona khona babey andiyo maid yakho mna" ndahoya iindaba zam emva koko, uphakame esdaleni seyefixeke okukwakhe wa clean'a wagqiba wazoybeka phamkwam la vaccum cleaner, unaso isgezo ke yena
Me : ndiyithini kengk mna? (🙁)
Lwethu : hee haybo ize nawe le vaccum Liya yinton darn
Me : thatha i vaccum yakwakho uyoyibeka endaweni yayo fondiin wanditefela!
Lwethu : mxm (waythatha)
Me :(smiling)
Wabuya ke sancokola ke sesihleka k*mnandi and then it hit me ba yhoo andika fowni endlini i dialed i number ka Thozama it rang a few times and then she answered
Thozi : hello?
Me : Thozi hii,
Thozi : nihambe njan?
Me :kakhle kakhulu, ithe kanti ubunysansile ndimithi nyan
Thozi : halala ayy ayy ayy (eyiyizela) gogo u Liya u Mithi (ethetha no makhulu) syakbongela Magaba yhoo unenkani kanene 😂🙌
Gogo in the background : halalala umzi wandile! 🗣️🎊🎈
Me : yhu Thozama sundkhumbuza sisi 😂 mamela ke sthandwa sam, ndisevwaterfall ne ndingangabuyi kodwa don't wait up for me ne?
Thozi : okayy sisi, ohh mamela before ndilibale lamntu we geyser ndimfumene kodwa ndithe azaze ngomso xa ukhona wena
Me : okayy undincedile Mangqosini bye bye😘
Thozi : Xap xap (call dropped)
Ndyendaphakama ndayoqalisa iimbiza kemna ekhitshini andiphumi ndingagqibanga upheka ngoba xa ndphumile ndbukela i tv ndizibale zitshe zinye so ndiye ndihlale khona ndiphume ngophaka, ndive ngaye sesithi gqi ngasemva ephefumlela entanyeni k*m endibambabamba amabele ndiguquke ndajonga kuye, wrpped my arms around his neck as tall as he was bekufuneka ndingcwetshe 😩 i kissed him and pushed him to his bedroom kuba nam besendimbawela and besigqibelene kdala 🍆🍑💦i respect i khitshi mna nokuba i romance ingaqala ekhitshini na kodwa ii love making nezinye ndenza sure ba azenzekeli e khitshini, and kethina no Lwethu we make love we don't just do s*x we make love there's a difference, we did about 4 rounds and then we collapsed in each other's arms ohh no no guys khange ayilibale la Forehead kiss ihamba no i love you ke ♥️☺️ ezinzulwini zobusuku i woke up Hungry AF i dished up for myself ndatya nee ice blocks zam then i went to bed xandingena ezingubeni ndaske ndanomona wombona elele ndacinga isgezo andithi moc besileli si naked so ndakhwela phezwakhwakhe ndazenzela i woman on top 🍑💦uvuke encumile kakade, utge xa esithi uyandiguqula ndaske ndagxidika ndalala and futhi ndazigquma
Lwethu : haybo? 😧
☺️♥️