08/07/2020
Mna mntwana hlwempu
Ndzalelwane yakwa Gcuda.
Ndyazana nentlupheko ukuqengeleka kwenyembezi kuseke kuthi cwaaaka.
Bendiye ndiceli mponti kunozala suke athi ndiyithathephi mna?
Ebeba kufak'sandl'epokothweni ndibenethemba le lekese,Koko
Kuphumi tshefu azosul'iinyembezi.
Mna ndikhuliswe Kuku chubi intsangu,ukuqwela ndithengis'itumata.
Amabona ndenzile ibiba sisonka Sethi sentseni.
Ukuqengeleka kwenyembezi k*m bekungowona mdlalo ndiwaziyo, ngenxa yokulilel'ayikhi.
Amatyathanga Empoli ndiyawazi.
Mna mntwan'olambileyo ndifuna ukuqwenga imfundo.
Ndirhabule kwampumelelo,ndibheke kwanceda abantu .
A.Dlomo