15/04/2023
I wrote to the Post Office head office a while ago concerning fraudulent actions that have been long going on in the Post Office Bizana. Iqale lenyewe ngexesha likaR350 apho ubuthi xa uyokhupha uR350 utsalelwe iR100 kwi R350. Ukubana ngaba unecertificate not i-ID utsalelwe R50 more. Okway yaqhubeka ke loonto kwade kwabe bayayekwa urholiswa eposini. Ngoku into entsha eyenzekayo, kungenwe kule yefoster ( Eyeenkedama ke okokutsho). Njeba bepeya nje abantwana bangasenabazali, bathatha some of the amount bayivalele, and take some home, every month. So you can imagine ke imali ebekwa qho uba yimalini especially xa esekude noba afunde kumaziko emfundo ephakemeyo. Some even reach R20 000 and so on and so forth.
This lady eliphangela phayana klaaposi by the name of Sithembile Ngovu, ikhaya lakhe lokuzalwa liseMathwebu kodwa yena unomzi kwindawo ebizwa ngokuba kuseHoreni. What she does is this.... She makes transactions there in Bizana, axoke apha eclientini athi alinamali, yet beliyibeka iclient imali mhlawumbi lenza withdrawal kanye. Aliyalele ke uba ze kuphinde libuye, then athumele iidetails zeclient eThekwini kwenye yeePost Offices zangaphaya ukuze ikhutshwe khona loomali. Wenzela intobana zekuthi noba kuphandwa kubengathi ufraud(we) kwelaacala yet ibe iyiconnection yakhe. How does it connect yena? Mhlawumbi uyawuzbuza umntu....: Every client encedwe nguye malunga nemali yefoster, especially ebinemali enkulu, which is most likely to happen to many, iyatsotswa. So kwiilast transactions ngokwestatements ezchaza iimali zabo, izube inguye obegqibele ukulinceda eloclient. Usisi ke ukwabandakanyeka nakuqhekezo lwakwayona leposi yaseBizana neyaseRedoubt..njani na? Uyawuzbuza umntu.
Xa kuthe kwashiyeka imali esefini ze wayazi ukuba kukho mali ishiyekileyo I've izakusetyenziswa mhlawumbi ngesokusa, ngakumbi xa isisamba semali enkulu, soze kungaqhekezwa. Kuqhekezwa ebusuku xa kuqhekezwayo. Xa kungenwa kuzoxhonyiswa ubaneempawana ezikrokrisayo xa kuzokwenzeka eso siganeko, umz