24/07/2020
Insert 1♥️😍...
❤
😻
❤
😻
Trrrti.Trrrti.Trrrti..It was my boring alarm😖💔..I woke up i make my bad ,i was in good mood😊than i t**e i 5 minutes bath than i wear my school uniform up to data😚..Than i make my hair into a nice cute bun❤
I went down stairs ndafika kukho abantu bam bephelel😍 ngaphande kobhuti💔
Me:Hi family
Them:hey/hi/Luo
Me:kutywa ntoni😋
Thando:hayibo sis uThixo wapha bonke ababntu izandla so ker umntu uyazenzela
Me:Tjooo hayi ndizoqhsha uAuntie ozondiphekela ngeke😑(Than we were laughing😂😂)We ate our cereal 🥣
Mom:Elam masehambe okanye sizoba late
Me:OkaY mama ndisayothatha ibag yam
Than my mother drop me to school and i saw my bitch's waithing for me in the gate😍
Them:bitch/chommy/Babe❤
Me:HeY babies zam😍
Melo:Chommy yam siyajola ker thini asaze ngawe😜
Me:Hayini guys inzomoshakala nisebacincin nina shame
Phelo:obani chommy🤨?Thina hayi uyadlala girl
Me:uzothi bendingatshongo😐
Mihle:So wena chommy have you seen someone or dololo😂
Me:Hayi chommy andifuni mntu mna and andikazujola mna guys
Phelo:Hayi chommy umjolo umnadi ukufa ukuba ungajola sizi uphende ufuni uyeka jdiyakyxelela Chommy
Mihle:Chommy zam kufunke sifumanele uElam indoda sozi klk sibeni chommy engenadoda thina🙄
Me:Guys andifuni ndida mna not now i am not ready for indoda🙄
Phelo:Chommy yma phola vha ngomso nhe kuFirday kukho iparty pha ephase2 so sizoya sonkeni sirsho sifumanelenele uElam indoda bantase so what do you thing😍
Mihle&Melo:That's a great idea Chommy😊😍
Me:Guys ndicela nithule xa nizothetha ngale nto
Ndithe ndisathetha ndaphazanyeswa yeBall😑than we went to the assembly after the assembly we went to our classes..Let me not bore you about school things.
It was after school so me and my friends went to the mall to buy new clothes for the party🙂i am not sure about the party thing but i will just to make my friends happy😍.We finished shopping than we went home....
Next inset tomorrow😍ILOVEYOU ♥️😍🔮